UNEHEMIYA 11

Abemi baseJerusalem 1 Ke kaloku iinkokheli zesizwe zazinza eJerusalem, baza abanye abantu benza amaqashiso ukuze kwishumi ngalinye labantu umntu omnye aphume aye kuma eJerusalem, isixeko esingcwele, baze ke abaseleyo abalithoba…

UNEHEMIYA 12

Uludwe lwababingeleli nabaLevi 1 Naba ababingeleli nabaLevi ababuya noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli kunye noYeshuwa: uSeraya, uJeremiya, uEzra, 2 uAmariya, uMaluki, uHatushe, 3 uShekaniya, uRehum, uMeremoti, 4 uIdo, uGineton, uAbhiya, 5 uMiyamin,…

UNEHEMIYA 13

Uhlaziyo lukaNehemiya 1 Ngaloo mini ke incwadi kaMosis yafundwa ngokuvakalayo, besiva nabantu, kwaza ke kwafumaneka kubhaliwe apho kuyo kwathiwa akukho m-Amon namMowabhi uya kuze angeniswe ebandleni likaThixo. 2 Kaloku ezi…