UYOHANE 21
Ubanjiso olumangalisayo lweentlanzi 1 Emva koko uYesu waphinda wazibonakalisa kubafundi bakhe ngakuLwandle lwaseTibheriya. Kwahamba ngolu hlobo ukuzibonakalisa kwakhe: 2 USimon Petros, noTomas ekuthiwa nguWele, noNataniyeli waseKana eGalili, kunye noonyana bakaZebhedi,…