UZAKARIYA 1
Ukubizelwa enguqukweni 1 Ke kaloku kwathi kwinyanga yesibhozo yonyaka wesibini wolawulo lukaDariyo, ilizwi *likaNdikhoyo lafikela *umshumayeli uZakariyaunyana kaBherekiya unyana kaIdo. 2 Lalisithi: “UNdikhoyo wayebaqumbele gqitha ooyihlo-mkhulu. 3 Yithi ke kubo:…