UZAKARIYA 11

1 Khawuvul’ iingcango zakho, Lebhanon, khon’ ukuze umlilo uyilenye loo misedare yakho. 2 Bhomboloza, wena mpayini; kaloku wona umsedare uwile, yatsho yavuthuluka imithi yodidi. Jwedani nihlahlambe, mioki yaseBhashan; kaloku intshinyela…

UZAKARIYA 12

Ibuyambo kwiJerusalem 1 Nalu udaba olundilisekileyo, nditsho ilizwi *likaNdikhoyo elisingisele kumaSirayeli. UNdikhoyo ongumtwabululi wesibhakabhaka, ongumseki wehlabathi, ongumdali wobomi bomntu, uthi: 2 “IJerusalem ndoyenza ibe yindebe ehexisayo kuzo zonke izizwe eziyingqongileyo….

UZAKARIYA 13

Ukuhlanjululwa 1 “Ngaloo mini indlu kaDavide nabemi baseJerusalem bovulelwa umthombo wokuhlambulula isono nokungcola. 2 “Ngaloo mini ndowasusa amagama ezithixo elizweni, angabi sakhunjulwa mpela,” utsho *uNdikhoyo onamandla onke. “Ndiya kubasusa elizweni…

UZAKARIYA 14

UNdikhoyo uya kulawula 1 Ke kaloku iyeza imini *kaNdikhoyo apho amaxhoba athinjwe kuni aya kwabiwa nikhangele. 2 Ndiya kuzihlanganisa izizwe zonke zize kulwa neJerusalem. Isixeko siya kuthinjwa, imizi ikhuthuzwe, abafazi…