UZEFANIYA 1

Intshayelelo 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafika kuZefaniya unyana kaKushi, unyana kaGedaliya, unyana ka-Amariya, unyana kaHezekiya. Ngoko ke kwakungethuba lolawulo lukaJosiyaunyana ka-Amon owayengukumkani kwaJuda. Isilumkiso ngentshabalalo 2 “Ndosuka nditshayele konke nje,…

UZEFANIYA 2

1 Qokelelanani nihlanganisane, sizwendini esingenantloni, 2 lingekafiki ixesha elimisiweyo, imini eyonitshayela njengomququ, ingekanifikeli ingqumbo eshushu kaNdikhoyo, ningekafunyanwa ngumhla wengqumbo yakhe. 3 Mfuneni uNdikhoyo, bemi abathobekileyo behlabathi, nina benza umyalelo wakhe….

UZEFANIYA 3

Ikamva leJerusalem 1 Yeha ke, mvukelindini uxabhelekileyo, sixekondini sabacinezeli! 2 Kaloku asithobeli mntu; ewe, asiva kululekwa. Sona asimthembi *noNdikhoyo; asisondeli nokusondela kuThixo waso. 3 Sitsho ngâbo balawuli baso, izinto ezibhavuml’…