EYONQULO 1
Amadini atshiswayo 1 *UNdikhoyo wabiza uMosis, wathetha naye *esesibingelelweni, wathi 2 makathethe namaSirayeli athi: “Xa umntu esenza umnikelo kuNdikhoyo makawenze ngento efuyiweyo, nokuba yinkomo, nokuba yimpahla emfutshane. 3 Xa anikela…