ULUKA 18

Umzekeliso ngomhlolokazi nomgwebi ongenabulungisa 1 UYesu wabenzela umzekeliso ukubakhuthaza ukuba bahlale bethandaza bengatyhafi, 2 wathi: “Kwidolophu ethile kwakukho umgwebi owayengamoyiki uThixo, engahloneli mntu. 3 Ke kuloo dolophu kwakukho mhlolokazi uthile…

ULUKA 19

UYesu noZakeyi 1 UYesu wangena eJeriko, egqitha khona. 2 Ke kaloku kwakukho ndoda ibizwa ngokuba nguZakeyi, eyayiyintloko yabaqokeleli-rhafu, isisityebi. 3 Yayifuna ukubona uYesu, kodwa ngenxa yokusithwa yindimbane ayaba nako, kuba…

ULUKA 20

Igunya likaYesu 1 Kwathi ngenye imini, uYesu efundisa abantu *endlwini kaThixo, eshumayela iindaba ezimnandi, kwafika kuye ababingeleli abaziintloko, nabachazi-mthetho, namadoda amakhulu. 2 Bona bathetha naye besithi: “Khawutsho: ezi zinto uzenza…

ULUKA 21

Umnikelo womhlolokazi 1 Ewaphakamisile amehlo akhe, uYesu ubone izityebi zigalela iminikelo yazo kwisikhongozeli-mali. 2 Ke wabona mhlolokazi uthile ulihlwempu efaka iimalana ezimbini; 3 waza wathi: “Ndithi kuni, inene, lo mhlolokazi…

ULUKA 22

UYesu uyabhungwa 1 Ke kaloku lalisondele itheko lezonka ezingenagwele, ekuthiwa *yiPasika. 2 Ke ababingeleli abaziintloko nabachazi-mthetho babefuna indlela efihlakeleyo yokumbulala uYesu, kuba babesoyika abantu. UJudas uceba ukungcatsha uYesu 3 Wangena…

ULUKA 23

UYesu phambi koPilato 1 Loo mpi yonke yamsa kuPilato uYesu; 2 yammangalela isithi: “Lo simfumene elahlekisa uhlanga, engavumi ukuba sirhafe *kuKhesare, esithi yena unguye *uKrestu uKumkani.” 3 UPilato ke wambuza…

ULUKA 24

Ukuvuka kukaYesu 1 Kwakusekusasa ngeCawe ukunduluka kwâbo bafazi besiya engcwabeni, bephethe iziqholo ababezilungisile. 2 Balifumana ilitye liqengqiwe, lisusiwe engcwabeni. 3 Bakuba bengenile, abawufumananga umzimba weNkosi uYesu. 4 Kwathi, besakhohliwe yile…

UYOHANE 1

Ulizwi waba ngumntu 1 Ekuqaleni, kungekadalwa, wayeselekho uLizwi. ULizwi lo wayekunye noThixo, naye ngokwakhe enguThixo. 2 Yena wayekunye noThixo kwasekuqalekeni. 3 Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo….

UYOHANE 2

UYesu uguqula amanzi abe yiwayini eKana 1 Kwathi ngomhla wesithathu kwabakho umtshato eKana kwelaseGalili, ekho nonina kaYesu. 2 UYesu nabafundi bakhe babemenyiwe nabo kuloo mtshato. 3 Yakuphela iwayini, unina kaYesu…

UYOHANE 3

UYesu ufundisa uNikodimo 1 Kwakukho inkokheli yamaJuda, egama linguNikodimo. Yona yayiyeyehlelo *labaFarasi. 2 Ngabusuku buthile lo Nikodimo weza kuYesu, wathi: “Mfundisi, siyazi ukuba ungumfundisi ovela kuThixo, kuba akukho bani unako…