UYOHANE 14

NguYesu indlela 1 “Musani ukukhathazeka; kholosani ngoThixo, nikholose nangam. 2 Ikho indawo kowethu. Ukuba bekungenjalo ngendingàtsho ukuthi ndiya kunilungiselela indawo. 3 Ndakuba ndimkile ke ndaya kunilungiselela indawo, ndiya kuza kuniphuthuma,…

UYOHANE 15

UYesu ngumdiliya wenene 1 “Mna ndingumdiliya wenene; umlimi wawo nguBawo. 2 Onke amasebe akum angavelisi siqhamo uyawasusa; onke avelisa isiqhamo uyawathena, ukuze avelise isiqhamo ngakumbi. 3 Nina ke senihlambulukile yimfundiso…

UYOHANE 16

1 “Ndinixelele ezi zinto ukuze ningahlehli elukholweni. 2 Niya kusikwa *ezindlwini zesikhungo; ewe, kuya kufika ixesha lokuba bonke abanibulalayo bacinge ukuba bakhonza uThixo ngokwenjenjalo. 3 Ezo zinto baya kuzenza kuni,…

UYOHANE 17

UYesu uthandazela abafundi bakhe 1 Akuba etshilo uYesu, wakhangela phezulu, wathi: “Bawo, lifikile ngoku ixesha. Mnike iwonga uNyana wakho, aze abubonakalise ubungangamsha bakho. 2 Kaloku umnike igunya eluntwini, ukuze bonke…

UYOHANE 18

Ukubanjwa kukaYesu 1 Emva kwalo mthandazo uYesu wawelela ngaphesheya komlanjana iKedron, ehamba nabafundi bakhe. Kwakukho igadi kuloo ndawo; uYesu wangena kuyo kunye nabafundi bakhe. 2 UJudas, umngcatshi wakhe, naye wayeyazi…

UYOHANE 19

1 Waza uPilato wayalela ukuba uYesu makakatswe. 2 Amajoni oluka isithsaba sameva, amfaka sona entloko, amambathisa ngengubo ebomvu, 3 amana esithi kuye: “Aa! Kumkani wamaJuda!” Aza ambetha. 4 Waphinda uPilato…

UYOHANE 20

Ukuvuka kukaYesu 1 Phambi komsobomvu ngeCawe uMariya waseMagadala waya engcwabeni, wafika ilitye lokuvala ingcwaba lisusiwe. 2 Wabaleka, waya kuSimon Petros nalaa mfundi wayethandwa nguYesu, wathi kubo: “Bayithathile iNkosi engcwabeni. Asazi…

UYOHANE 21

Ubanjiso olumangalisayo lweentlanzi 1 Emva koko uYesu waphinda wazibonakalisa kubafundi bakhe ngakuLwandle lwaseTibheriya. Kwahamba ngolu hlobo ukuzibonakalisa kwakhe: 2 USimon Petros, noTomas ekuthiwa nguWele, noNataniyeli waseKana eGalili, kunye noonyana bakaZebhedi,…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 1

Isithembiso ngoMoya oyiNgcwele 1 Kwincwadi yam yokuqala, Tiyofilo, ndabhala ndibalisa ngazo zonke izinto uYesu awasungula ngazo ukwenza nokufundisa, 2 kude kuye kuthi gaa ngaloo mhla wanyuselwa ngawo ezulwini nguThixo. Ngaphambi…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 2

Ukufika kukaMoya oyiNgcwele 1 Ekufikeni komhla *wePentekoste babehlangene ndawonye bonke. 2 Ngesaquphe beva isandi esingathi kukuza komoya omkhulu, uvuthuza esibhakabhakeni. Sayizalisa indlu ababehleli kuyo isandi eso. 3 Kwabonakala amadangatye angathi…