UMSEBENZI WABATHUNYWA 23

1 UPawulos wawajonga ntsho amalungu eBhunga, wathi: “Mawethu, kude kuze kuba yile mininje andinasazela nganto ngobomi bam bonke phambi koThixo.” 2 Akutsho, umbingeleli omkhulu uHananiya wayalela ukuba uPawulos ampakazwe emlonyeni…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 24

UPawulos umangalelwa ngamaJuda 1 Emva kweentsuku ezintlanu umbingeleli omkhulu uHananiya waya eKhesariya, ekunye nabadala abathile noTertulo igqwetha. Bavela phambi kwerhuluneli bemmangalela uPawulos. 2 Weziswa uPawulos, waza uTertulo wammangalela wenjenje: “Felekis,…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 25

UPawulos ubhenela kuKhesare 1 Akuba ntsuku-ntathu efikile kwelo phondo uFesto, wesuka eKhesariya, wahambela eJerusalem. 2 Ababingeleli abaziintloko nabakhokeli bamaJuda, bezisa izityholo kuye ngoPawulos. Bamcenga uFesto 3 ukuba ancede amse eJerusalem…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 26

UPawulos uyazithethela phambi koAgripa 1 UAgripa wathi kuPawulos: “Uvumelekile ukuzithethelela.” UPawulos ke waphakamisa isandla, wenjenje ukuziphendulela: 2 “Kumkani Agripa, ndinenyhweba ukuba ndibe ndiza kuziphendulela phambi kwakho namhlanje, kuzo zonke ezi…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 27

UPawulos usiwa eRoma ngenqanawa 1 Kwakuba kugqityiwe ukuba sisiwe ngenqanawa eItali, uPawulos ekunye namanye amabanjwa banikelwa kuJuliyo, owayengumphathi-butho lomkhosi ekuthiwa libutho *likaKhesare. 2 Sangena enqanaweni eyayivela eAdramita, iza kunduluka iye…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28

UPawulos esiqithini saseMalta 1 Ekubeni sisindile safika apho esiqithini, safumana ukuba igama laso yiMalta. 2 Abantu balapho basenzela ububele. Yana imvula, kwaza kwabanda kakhulu. Ke kaloku abantu balapho basibasela umlilo,…

KWABASEROMA 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, umkhonzi kaYesu *Krestu, *umthunywa owabizwayo, wamiselwa ukuvakalisa iindaba ezimnandi zikaThixo. 2 Ezi ndaba uThixo wathembisa ngazo kwangaphambili *ngabashumayeli bakhe *eziBhalweni eziNgcwele. 3 Ezi ndaba ke…

KWABASEROMA 2

Ukugweba kukaThixo 1 Nakuwe ke mntundini ugwebayo, nokuba ungubani, amatyholo aphelile. Ewe, ngokugweba omnye, uzigweba ngokwakho.Kaloku wena ugwebayo, wenza kwaezo zinto ugweba omnye ngazo. 2 Siyazi ke ukuba uThixo ubagweba…

KWABASEROMA 3

1 Ungcono ngani na ke umJuda? Lunceda ntoni ke lona ulwaluko lwakhe? 2 Lulunge kakhulu, ngeendlela zonke. Okokuqala uThixo ugcinise udaba lwakhe kuwo amaJuda. 3 Kuya kuthini ke ukuba athile…

KWABASEROMA 4

Umzekelo ka-Abraham 1 Sithini na ke ngobawo uAbraham esiyinzala yakhe? 2 Ukuba ebenziwe ilungisa ngenxa yokufezekisa kwakhe umthetho, ebengaqhayisayo; kodwa ngoku akanandlela yakuqhayisa phambi koThixo. 3 Zithini kanene *iziBhalo? Zithi:…