KWABASEROMA 5

Abakholwayo baseluxolweni noThixo 1 Njengoko sikholwa, sígwetyelwe nguThixo, sinoxolo naye ngenxa yeNkosi yethu uYesu Krestu. 2 Kaloku sibe nako ukungena ngoKrestu ngokukholwa kolu babalo sikulo. Siyaqhayisa ke sithembe ukuba nenxaxheba…

KWABASEROMA 6

Omanywe noKrestu ufile kuso isono 1 Síthini na ke ngoko? Síhlale sihleli esonweni ukuze ubabalo lwande? 2 Nakanye! Thina kaloku safa kuso isono. Singathini ke ukuba siqhubele phambili sisona? 3…

KWABASEROMA 7

Ukukhululwa emthethweni 1 Mawethu, ndithetha nabantu abawaziyo umthetho welakowethu; niyazi ukuba umntu uphantsi kwegunya lomthetho kuphela ngeli xesha adla ubomi ngalo. 2 Kaloku umfazi owendileyo ubotshelelwe ngumthetho endodeni yakhe, eli…

KWABASEROMA 8

UMoya umniki-bomi 1 Ngoko ke àbagwetywa abo bamanywe noKrestu Yesu. 2 Kaloku ngokumanywa kwam noKrestu Yesu, uMoya umniki-bomi undikhulule ekulawulweni sisono nakukufa. 3 Ke wona umthetho wawungenako ukusikhulula, ngenxa yokonakala…

KWABASEROMA 9

UThixo nabanyulwa bakhe amaSirayeli 1 Mna ndingokaKrestu; ndithetha inyaniso, andixoki. Kwanesazela sam, silawulwa nguMoya oyiNgcwele, siyandingqinela ukuba andixoki. 2 Ndiselusizini olukhulu, ndaye ndinentlungu engapheliyo entliziyweni yam 3 ngenxa yamawethu amaSirayeli….

KWABASEROMA 10

1 Mawethu, ndilangazelela ngayo yonke intliziyo yam ukuba amaSirayeli, abantu bakowethu, asindiswe, ndaye ndihlala ndimbongoza uThixo ngenxa yawo. 2 Ndingawangqinela ukuba anenzondelelo ngezinto zikaThixo, kodwa engenalo ulwazi olululo. 3 Akayazanga…

KWABASEROMA 11

Uhlanga lwamaSirayeli alulahlwanga kwaphela 1 Ngaba uThixo ubalahlile na abantu bakhe amaSirayeli? Nakanye! Nam ngokwam ndingumSirayeli, ndiyinzala ka-Abraham, ndingowendlu kaBhenjamin. 2 UThixo akabalahlanga abantu bakhe awabanyula mhlamnene. Kaloku niyayazi *eziBhalweni…

KWABASEROMA 12

Ihambo yomKrestu 1 Ndiyanikhuthaza ngoko, mawethu, ngenxa yenceba kaThixo, ukuba nizinikele nina ziqu nibe lidini eliphilayo, elingcwele, elikholekileyo kuThixo. Leyo ke yindlela yenu efanelekileyo yokukhonza uThixo ngengqiqo. 2 Musani ke…

KWABASEROMA 13

Ukuthobela abasemagunyeni 1 Wonke umntu makathobele abasemagunyeni, kuba akukho gunya lingaveli kuThixo. Amagunya akhoyo amiselwe nguThixo. 2 Ngoko ke, ochasene namagunya uphikisa ummiselo kaThixo; yaye ke wonke umntu owenza loo…

KWABASEROMA 14

AmaKrestu makangagwebi 1 Lowo ke uswele amandla elukholweni, mamkeleni, kodwa kungabi nganjongo yakuphikisana nezimvo zakhe. 2 Omnye ukholo lwakhe lumvumela ukuba atye nakuphi na ukutya, kodwa yena okholo lubuthathaka utya…