1 KWABASEKORINTE 9

Amalungelo neemfanelo zomthunywa 1 Andibi kanene ndikhululekile? Ndiba niyaqonda ukuba ndithunyiwe, *ndingumthunywa. Andibi kanene ndambona uYesu iNkosi yethu? Andibi kanene nina nisisiqhamo somsebenzi endiwenzela iNkosi? 2 Ndiqinisekile nokuba abanye bathi…

1 KWABASEKORINTE 10

Isilumkiso mayela nezithixo 1 Kaloku, mawethu, yikhumbuleni into eyabehlelayo ookhokho bethu ababekhokelwa nguMosis. Xa bebonke babekhuselwe lilifu,baza basinda baluwela uLwandle oluBomvu. 2 Ukungena kwabo kwelo lifu nokuwela kwabo ulwandle kwaba…

1 KWABASEKORINTE 11

1 Hambani ekhondweni lam, njengoko mna ndihamba ekhondweni likaKrestu. Ukugquma intloko enkonzweni 2 Ndiyanincoma ngokusoloko nindikhumbula, nizigcina nezithethe endininike zona. 3 Kambe ke ndifuna nicacelwe kukuba njengoko uKrestu ongamele indoda…

1 KWABASEKORINTE 12

Izipho ezivela kuMoya oyiNgcwele 1 Malunga nezipho zoMoya oyiNgcwele kukho izinto endifuna ukunicacisela zona, mawethu. 2 Niyazi ukuba ngokuya nanisengabahedeni nanilawulwa niphuphuthekiswa zizithixo ezizizidenge. 3 Ngoko ke yiqondeni into yokuba…

1 KWABASEKORINTE 13

1 Ewe kambe, ndingade ndibe liciko lokuthetha iilwimi zabantu, ndide ndithethe nezezithunywa zezulu – kodwa ndingenalo uthando, intetho yam isuka ibe yingxolo nje, efana neyentsimbi ehlokomayo, necangci elikhenkcezayo. 2 Ndingade…

1 KWABASEKORINTE 14

Izipho zoMoya oyiNgcwele kwakhona 1 Ngoko ke langazelelani uthando, ningaziyeki phofu nezinye izipho zoMoya, ingakumbi isiphiwo sokushumayela. 2 Yena othetha ngeelwimi, uthetha noThixo, akabhekisi mntwini, kuba akukho bani uyiqondayo le…

1 KWABASEKORINTE 15

Isiganeko sokuvuka kukaKrestu 1 Ngoku ke, mawethu, ndithanda ukunikhumbuza ngeendaba ezimnandi zikaThixo endanishumayeza zona; ezo nazamkelayo, enimi nithe zinzi kuzo. 2 Ludaba lukaThixo ke olo, enosindiswa ngalo ukuba nibambelele ngokuthe…

1 KWABASEKORINTE 16

Umnikelo wokunceda amakholwa 1 Ngokunxulumene nomnikelo wokunceda amakholwa akwaJuda,yenzani ngale ndlela ndandiwayalele ngayo amabandla aseGalati. 2 NgeCawe nganye umntu ngamnye makaqokelele isixa esithile semali, ngokwengeniso ayizuzileyo, asibeke bucala, ukwenzela ukuba…

2 KWABASEKORINTE 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos – *endingumthunywa kaKrestu Yesu, ngokuthanda kukaThixo – kunye noTimoti uwethu. Sibhalela ibandla likaThixo eliseKorinte,nemilowo yakhe yonke kwelaseAkaya, sisithi: 2 Wanga uThixo uBawo wethu, kunye neNkosi…

2 KWABASEKORINTE 2

1 Ndandizimisele ke ukuba andiyi kuphinda ndize kuni, ndize kunenza lusizi. 2 Kuba ndingónwatyiswa ngubani, xa ndikhathaza nina? Kaloku akukho wumbi ngaphandle kwenu! 3 Into ke eyandibangela ukuba ndinibhalele laa…