KWABASE-EFESE 4
Umzimba: imbumba yamanyama 1 Ngoko ke mna endingumbanjwa ngenxa yokuba ndisisicaka seNkosi, ndiyanibongoza: ziphatheni ngohlobo olungawuthobiyo umgangatho wendima enamiselwa yona nguThixo mhla wanibiza; 2 nihlale nithobekile ngawo onke amaxesha, ninobulali…