KWABASEKOLOSE 4

1 Nina basemagunyeni, izicaka zenu ziphatheni kakuhle, ngobulungisa. Ze nikhumbule ukuba nani nineNkosi esezulwini. Iziyalo 2 Zingisani ukuthandaza, niphaphile, ninombulelo kuThixo. 3 Nam nindikhumbule emthandazweni, ukuze uThixo andivulele ithuba lokushumayela,…

1 KWABASETESALONIKA 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, ndikunye noSilas noTimoti. Ndibhalela ibandla likaThixo uYise neNkosi uYesu Krestu, eliseTesalonika.Ndithi kuni: Makulawule ubabalo noxolo. Intlalo yabaseTesalonika 2 Ndisoloko ndimbulela uThixo ngenxa yenu nonke, ndinikhumbula…

1 KWABASETESALONIKA 2

Umsebenzi kaPawulos eTesalonika 1 Nazi ngokwenu, mawethu, ukuba undwendwelo lwethu phakathi kwenu alubanga lilize konke-konke. 2 Emva kokuphathwa gadalala sinyeliswa nokunyeliswa eFilipiseza kuluphalaza kuni udaba lweendaba ezimnandi zikaThixo, singafihlisi,singenalo noloyiko,…

1 KWABASETESALONIKA 3

1 Ngoko ke ndithe ndakuqonda ukuba akunyamezeleki, ndabona ukuba mandisale ndedwa apha eAtene, 2 ndimthumele kuni uTimoti ongugxa wam kumsebenzi kaThixo wokushumayela iindaba ezimnandi ezingoKrestu. Ndimthumela ukuze anikhuthaze nime ngxishi…

1 KWABASETESALONIKA 4

Intlalo ekholisa uThixo 1 Ngaphezu koko, mawethu, sanifundisa indlela yobomi obumkholisayo uThixo. Le ke phofu yindlela ebeniphila ngayo kakade. Kodwa ke ngoku, njengoko nimanywe neNkosi uYesu, sinicela sinicenga-cenga ukuba nenze…

1 KWABASETESALONIKA 5

1 Mawethu, akukho mfuneko yakuba ndinibhalele mayela namaxesha namathuba. 2 Kaloku nazi kakuhle ukuba iMini yeNkosi ifika njengesela eliza ngobusuku. 3 Ngelo xesha akuyi kusinda mntu, kuba lo gama kanye…

2 KWABASETESALONIKA 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, ndikunye noSilas noTimoti. Ndibhalela ibandla likaThixo wethu elimanywe neNkosi uYesu Krestu eliseTesalonika. 2 Ndithi: Wanga uThixo uYise neNkosi uYesu Krestu anganenzela isisa, aniphe uxolo. Umgwebo…

2 KWABASETESALONIKA 2

Okhohlakeleyo 1 Mayela nokubuya kweNkosi yethu uYesu Krestu, nokuhlangana kwethu nayo: ndiyanibongoza, 2 musani ukuthatheka msinya, okanye nidideke lula ngamarhe athi iMini yeNkosi isemnyango; noba kukho mntu uthi uyixelelwe ezulwini…

2 KWABASETESALONIKA 3

Sithandazeleni 1 Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, sithandazeleni, khon’ ukuze ilizwi lodaba lweNkosi likhawuleze ukunwenwa kuzo zonke iindawo, nokuze linikwe imbeko nanjengoko kwaba njalo phakathi kwenu. 2 Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe…

1 KUTIMOTI 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos *umthunywa kaYesu Krestu ngokugunyaziswa nguThixo uMsindisi wethu, noKrestu Yesu ithemba lethu. 2 Ndibhalela uTimoti,unyana wam wenene ngokwaselukholweni. Ndithi: Kuwe makulawule isisa, inceba, noxolo oluvela kuThixo…