KUTITO 2

Imfundiso ephilileyo 1 Wena ke, shumayela ngendlela engqinelana nemfundiso ephilileyo. 2 Amadoda amakhulu makangabi ngomanxila; makazimaseke, abe ngcathu; enokholo, nothando, nonyamezelo. 3 Nabo abafazi abakhulu mabandiliseke, bangabi nalulwimi, banganxili butywala,…

KUTITO 3

Ihambo yomKrestu 1 Bakhumbuze abantu ukuba yimfanelo yabo ukuthobela abasemagunyeni nabalawulayo, kwakunye nokwenza okulungileyo ngalo lonke ixesha. 2 Baxelele ukuba mabangahambi bethetha ulwimi ngabantu, behamba besilwa, koko mababe nobulali nembeko…

KUFILMON 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, umbanjwa ngenxa kaYesu Krestu, ndikunye noTimoti umlingane wam. Ndibhalela wena mhlobo nogxa wam, Filmon, 2 kunye nebandla elihlangana endlwini yakho, nodade uApiya, ngokunjalo nogxa wam…

KUMAHEBHERE 1

Isingeniso 1 Amaxesha ngamaxesha mandulo uThixo wathetha nookhokho bethu ngeendlela ezahlukeneyo ngomlomo *wabashumayeli. 2 Kodwa ke kula maxesha okugqibela uthethe nathi ngoNyana wakhe. UThixo wammisela ukuba abe yindlalifa yezinto zonke,…

KUMAHEBHERE 2

Inkuthazo 1 Kuyafuneka ke ngoko ukuba silumke, sibambelele nkqi emfundisweni esiyivileyo, hleze siluthuzeliswe. 2 Kaloku ukuba udaba olweza nezithunywa zezulu lwalulukhulu kangangokuba ukulutyeshela nokuludela bekuzisa isohlwayo esifaneleyo, 3 singaphuncuka njani…

KUMAHEBHERE 3

UYesu mkhulu kunoMosis 1 Ngoko ke, mawethu abiziweyo ayimilowo yendlu kaThixo, khanimjongisise uYesu lo simvumayo thina makholwa ukuba *ungumthunywa kaThixo kwanombingeleli wethu omkhulu. 2 Yena wathembeka kuThixo owammiselayo, kwanjengokuba noMosis…

KUMAHEBHERE 4

1 Ngoko ke lumkani, hleze abanye benu baphoswe, kuba sisemi kaloku isithembiso sokungena ekuphumleni noThixo. 2 Kaloku nathi iindaba ezimnandi sizivile, kanye njengabo. Kodwa bona olu daba alubenzelanga nto, kuba…

KUMAHEBHERE 5

1 Kaloku wonke umbingeleli omkhulu ukhethwa ebantwini, amiselwe ukuzakuza phakathi kwabantu noThixo. Unikela izipho namadini okungxengxezela izono. 2 Uyakwazi ukubanyamezela abo bazizityhifili nabo baphazamayo, kuba kaloku naye ngokwakhe unobuthathaka. 3…

KUMAHEBHERE 6

1 Ngoko ke masizishiye iimfundiso zabaqalayo, siqhubele phambili kwezo zamakholwa akhulileyo. Masingabi saphindela emva, sibeka iziseko zokukholwa kuThixo, nenguquko kwimisebenzi ephuthileyo esasiyenza, 2 sifundisa ngobhaptizo, nokubekwa kwezandla, ngokuvuka kwabafileyo, nomgwebo…

KUMAHEBHERE 7

Omnye umbingeleli onjengoMelkizedeki 1 UMelkizedekiNdum 110:4lo ke wayengukumkani waseSalem, engumbingeleli kaThixo uPhezukonke. UAbraham wathi evela edabini apho wayoyise ookumkani, wadibana noMelkizedeki owasuka wamsikelela. 2 Ke yena uAbraham wamnika isishumi sawo…