EKAYAKOBI 5

Isilumkiso kwizityebi 1 Ngoku makhe ndibhekise kwabo bemi kakuhle, izityebi. Hlahlambani ningqukruleke ngenxa yeenzingo ezinizelayo! 2 Kaloku ubutyebi benu buyangunda, neempahla zenu zityiwa ngamanundu. 3 Igolide nesiliva yenu idliwa ngumhlwa….

1 KAPETROS 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Petros, *umthunywa kaYesu Krestu. Ndibhalela nina bantu bayimilowo yakwaThixo eniziimbacu ezithe saa kumaphondo asePonto, eGalati, eKapadoki, eAsiya, naseBhitini. 2 Nakhethwa kwangaphambili ngokwentando kaThixo, nenziwa imilowo ngoMoya…

1 KAPETROS 2

Ilitye eliphilayo nesizwe esinyulu 1 Ngoko ke yahlukanani nazo zonke ezi zinto: uchuku, inkohliso, ukuzenzisa, nomona, nako konke ukuphixanisa! 2 Njengamakholwa aseziintsana langazelelani ubisi olungangxengwanga: ndixela ilizwi likaThixo eliya kunikhulisa…

1 KAPETROS 3

Amakhosikazi namadoda awo 1 Ngokukwanjalo ke amakhosikazi makawalulamele amadoda awo. Amanye amadoda angekakholwa, xa ebona ukuziphatha kakuhle kwamakhosikazi, angazibhaqa selekholwa engakhange awuvule umlomo wona amakhosikazi. 2 Ukunyaniseka kwawo, nenzondelelo yawo,…

1 KAPETROS 4

Ubomi obutsha 1 Njengoko noKrestu wamelanayo nale ntlupheko yalo mhlaba, ngokunjalo ke nani zimiseleni, nifuze yena. Kaloku umntu ocikidiweyo yintlupheko uyalumleka esonweni, 2 aze athi ke ngexesha asenalo emhlabeni angaphileli…

1 KAPETROS 5

Umhlambi kaThixo 1 Ke kaloku ndibhenela kumadoda amakhulu alapho phakathi kwenu. Nam kaloku ndikwayindoda enkulu; futhi ndikwalingqina ngeembandezelo zikaKrestu. Kambe ke ndinaso nesabelo kubuqaqawuli obuza kuvela. 2 Waluseni umhlambi kaThixo…

2 KAPETROS 1

Isingeniso 1 Kubhala mna sicaka sikaYesu Krestu *nomthunywa wakhe, uSimon Petros. Ndibhalela nina bathe ngenxa yobulungisa bukaThixo noMsindisi wethu uYesu Krestu nânokholo olunjengolwethu ukuxabiseka. 2 Nanga ngenxa yokwazana kwenu noThixo…

2 KAPETROS 2

Abafundisa ubuxoki 1 KwaSirayeli babekho *abashumayeli abaxokayo; ngokunjalo ke naphakathi kwenu baza kubakho abafundisa ubuxoki. Bona baza kunyebelezisa iimfundiso ezidala intshabalalo. Baya kuphika nkqu neNkosi le ibasindisileyo, baze ngokwenjenjalo bazibizele…

2 KAPETROS 3

IMini yeNkosi iyeza 1 Zihlobo zam, yeyesibini le ngoku incwadi endinibhalela yona. Kuzo zombini ezi ncwadi bendizama ukuvuselela iingcinga ezintle ezingqondweni zenu. 2 Bendinikhumbuza izinto ezathethwa *ngabashumayeli abangcwele mandulo, kwanemiyalelo…

1 KAYOHANE 1

ULizwi uSobomi 1 Ndibhala ndinibalisela ngoLizwi uSobomi, owayekho kwasekuqaleni. Sasithetha naye, simbona ngamehlo, simbukela, sigudlana naye ngamacala. 2 Uthe akuvela sambona. Yiyo ke le nto ndinibaliselayo ngaye, ndinixelela ngaye uSobomi…