1 KAYOHANE 2

UKrestu ummeli wethu 1 Ndinibhalela nje, bantwana bam, ndifuna niyeke ukona. Kambe ke xa kukho umntu othe wona ukhona ummeli wethu kuBawo, nditsho uYesu Krestu olilungisa. 2 Ewe, kaloku nguye…

1 KAYOHANE 3

1 Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi. 2…

1 KAYOHANE 4

UMoya wenyaniso nomoya wobuxoki 1 Zihlobo, musan’ ukusuka nikhokelwe nje nanguwuphi na umoya. Wonke umoya wuvavanyeni, nikhangele ukuba ngaba uvela kuThixo na. Kaloku baninzi *abashumayeli abanefuthe lobuxoki abajikeleza elizweni. 2…

1 KAYOHANE 5

Ukoyisa ihlabathi 1 Nawuphi na umntu okholwayo ukuba uYesu unguKrestu, ungumntwana kaThixo; yaye ke nabani na omthandayo umzali uyamthanda nomntwana. 2 Ukuba siyamthanda uThixo siyithobela nemiyalelo yakhe, loo nto luphawu…

2 KAYOHANE 1

Isingeniso 1 Indoda enkulu ibhalela udade onyuliweyo kunye nabantwana bakhe.Ndinithanda ngenene, phofu ke asindim ndedwa koko bonke abayaziyo inyaniso bayanithanda. 2 Kaloku inyaniso ihlala kuthi, ibe ke siya kuhlala sinayo…

3 KAYOHANE 1

Isingeniso 1 Kubhala mna indoda enkulu. Ndibhalela uGayo endimthanda ngokwenene. 2 Mhlobo oyintanda, ndithandazela ukuba konke kube hele, kube chosi kuwe, nanjengoko ndisazi ukuba kunjalo nasemphefumlweni wakho. 3 Ndavuya gqitha…

EKAJUDA 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Judaosisicaka sikaYesu Krestu, nongumntakwabo-Yakobi. Ndibhalela abo babiziweyo nguThixo, abo bathandwayo nguThixo uBawo, belondolozwe nguYesu Krestu. 2 Ndithi: kuni makongame inceba, uxolo, nothando. Abalahlekisi 3 Zihlobo zam,…

ISITYHILELO 1

Intshayelelo 1 Nasi isityhilelo esaboniswa uYesu Krestu nguThixo. Wasiboniswa khon’ ukuze yena abonise izicaka zakhe izinto eziza kuhla kamsinya. Esi sityhilelo uYesu wasithumela ngesithunywa sezulu kwisicaka sakhe uYohane. 2 Yena…

ISITYHILELO 2

Udaba oluya e-Efese 1 “Bhalela ummeli webandla lase-Efese, uthi: ‘Nanga amazwi avela kulowo uphethe iinkwenkwezi ezisixhenxe ngesandla sokunene, ujikeleza phakathi kwezibane ezisixhenxe zegolide. 2 Ndiyayazi indlela obusebenza ngayo ubulaleka, unenyameko….

ISITYHILELO 3

Udaba oluya eSardes 1 “Bhalela ummeli webandla laseSardes, uthi: ‘Nanga amazwi avela kulowo uphethe ooMoya abasixhenxe bakaThixo, neenkwenkwezi ezisixhenxe: Ndiyazazi iindlela zakho. Ndiyazi ukuba nakuba udume ngokuphila nje, ufile kodwa….