ISITYHILELO 4
Umbono wezulu 1 Emva koko ndabona izulu livulekile phambi kwam. Ndeva eliya lizwi bendilive lithetha nam, lihlokoma okwexilongo lisithi kum: “Yiza ngapha ndikubonise izinto ezimelwe kukwenzeka emva kwezi.” 2 Ngoko…
Umbono wezulu 1 Emva koko ndabona izulu livulekile phambi kwam. Ndeva eliya lizwi bendilive lithetha nam, lihlokoma okwexilongo lisithi kum: “Yiza ngapha ndikubonise izinto ezimelwe kukwenzeka emva kwezi.” 2 Ngoko…
IXhwane livula incwadi 1 Ke kaloku ndabona kukho ohleli esihlalweni sokulawula, esandleni sakhe sokunene ephethe incwadi. Yona ke yayibhalwe macala,futhi iyincwadi enamacandelo asixhenxe. Icandelo ngalinye lalinophawu olugunyazisa ukuba yovulwa ngonelungelo…
Amacandelo encwadi amathandathu 1 Ndalibona ke iXhwane liqhaqha uphawu lokuqala lwaloo macandelo asixhenxe. Ngokunjalo ndasiva esinye sezilwanyana ezine sithetha ngelizwi elizongomayo, sisithi: “Yiz’ apha!” 2 Kwaza kwathi gqi ihashe elimhlophe,ophezu…
AmaSirayeli aphawulwayo 1 Emva koko ndabona izithunywa ezine zimi kwiikona zone zomhlaba. Zazivalele imimoya yomhlaba yomineapho, ukuze kungabikho nampunde yamoya uvela elwandle, okanye ucande emhlabeni, ungabhudli namnye umthi. 2 Ndabona…
Ukuqhaqhwa kophawu lwecandelo lesixhenxe 1 Ke kaloku iXhwane laluqhaqha uphawu lwesixhenxe. Kwathi nzwanga ezulwini isithuba esingangecala leawara enye. 2 Emva koko ndabona izithunywa ezisixhenxe ezima phambi koThixo, zinikwa amaxilongo asixhenxe….
Ishwangusha lokuqala 1 Emva koko isithunywa sesihlanu salivuthela ixilongo laso. Ndabona inkwenkwezi eyayiwe emhlabeni, inikwa isitshixo somwonyo oya enzonzobileni. 2 Yawuvula umwonyo wenzonzobila. Kwaphuma umsi kuwo, owawungathi uvela kwizikokazi lomlilo.Loo…
Isithunywa nencwadana 1 Ke kaloku ndabona enye ingwanyalala yesithunywa isihla iphuma ezulwini. Sasithiwe wambu lilifu, intloko yaso ithiwe thande ngumnyama. Ubuso babubengezela ngathi lilanga. Yona imilenze yayingathi ziintsika zomlilo. 2…
Amangqina amabini 1 Ke kaloku ndanikwa ingcongolo ende yokulinganisa, kwathiwa: “Hamba uye kulinganisa *indlu kaThixo,neqonga lamadini, ubale nabo banqulayo. 2 Ke yona inkundla engaphandle uze ungazihluphi ngayo, kuba inikezelwe ezintlangeni….
Umfazi negongqongqo 1 Kwavela umqondiso ocacileyo esibhakabhakeni – umfazi wayambethe ilanga, inyanga isezinyaweni zakhe, nesithsaba seenkwenkwezi ezilishumi elinambini simthe jize intloko. 2 Wayekhulelwe, ekhala ziintlungu zokubeleka. 3 Kuvele omnye umqondiso…
Irhamncwa elivela elwandle 1 Ke kaloku ndabona irhamncwa liphuma elwandle.Lona ke lalineentloko ezisixhenxe; iimpondo zona zazilishumi. Uphondo ngalunye lwalunembasa; kanti ke iintloko zaziphawulwe ngamagama amanyumnyezi. 2 Eli rhamncwa lalingathi lihlosi,…