EYONQULO 21

Imimiselo malunga nababingeleli 1 *UNdikhoyo wathi uMosis makayale ababingeleli bomlibo ka-Aron, athi: “Maze kungabikho mbingeleli uzingcolisa ngokusondela kwizidumbu zezizalwana, 2 ngele kokuba loo mntu ubhubhileyo ngunina okanye nguyise, nokuba ngunyana…

EYONQULO 22

Ukuhlonipheka kwamadini 1 *UNdikhoyo wathi kuMosis: 2 “Xelela uAron noonyana bakhe ukuba maze bayiphathe ngembeko iminikelo eyodwa eyahlulelwe mna ngamaSirayeli, bangalihlazisi igama lam elingcwele; kaloku mna ndinguNdikhoyo. 3 Xa kuthe…

EYONQULO 23

Imisitho yezonqulo 1 *UNdikhoyo wathi kuMosis 2 makathethe namaSirayeli, athi: “Nantsi imisitho kaNdikhoyo emiselweyo emayaziswe ebantwini njengemibhiyozo yonqulo: 3 Zintandathu iintsuku eningenza ngazo umsebenzi, kodwa ze nikhumbule ukuba umhla wesixhenxe…

EYONQULO 24

Izibane 1 *UNdikhoyo wathi kuMosis: 2 “Gqithisela lo myalelo kumaSirayeli, uthi kufuneka azise ioyile yomnquma ecwengileyo, ize isetyenziswe kwizibane *zesibingelelo ekufuneka zisoloko zivutha. 3 Yonke imihla ukutshona kwelanga kufuneka uAron…

EYONQULO 25

Unyaka wesixhenxe 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis entabeni yeSinayi wamyalela 2 ukuba makanike amaSirayeli le mimiselo, athi: “Xa senifikile kwelo lizwe nilinikwa nguNdikhoyo, nomhlaba ngokwawo mawube nethuba lokuphumla ukuhlonela uNdikhoyo. 3…

EYONQULO 26

Umvuzo wokuthobela 1 *UNdikhoyo wathi: “Ze ningazenzeli izinto nizinqule, ningaqingqi imifanekiso, okanye nimise iintsika zamatye, nikrole namatye, ze nijike nizinqule ezo zinto.Ndim uNdikhoyo uThixo wenu. 2 Nina gcinani *iMihla yam…

EYONQULO 27

Amaxabiso okhululo 1 *UNdikhoyo wathi uMosis 2 makathi kumaSirayeli: “Xa kukho umntu obenikelwe kuNdikhoyo ngenxa yesifungo esithile, loo mntu angakhululeka xa kuhlawulwe ixabiso elifanelekileyo. 3 Ngomntu oyindoda obudala buphakathi kwamashumi…

EYASENTLANGO 1

Ubalo lokuqala eSinayi 1 Ke kaloku kwathi amaSirayeli eselapho kwintlango yeSinayi *uNdikhoyo wathetha noMosis *esesibingelelweni. Lo ke yayingumhla wokuqala wenyanga yesibini kunyaka wesibini amaSirayeli andulukayo eJiputa. Wamyalela wenjenje: 2-3 “Wena…

EYASENTLANGO 2

AmaSirayeli ngezindlu zawo 1 Nantsi imiyalelo eyanikwa uMosis noAron *nguNdikhoyo: 2 “Kolu hambo lwenu apho nimisa khona hlalani ngolu hlobo: Indoda nganye mayime kummandla wembasa yakowayo phantsi kwentshinga kayise. Ukuma…

EYASENTLANGO 3

Oonyana baka-Aron 1 Nantsi ke ingcombolo ngoonyana baka-Aron noMosis ngexesha *uNdikhoyo ethetha noMosis entabeni iSinayi. 2 UAron wayenoonyana abane: uNadabhi omkhulu, uAbhihu, uElazare, noItamare. 3 Bona ke bathanjiswa bamiselwa baba…