EYASENTLANGO 4
Umsebenzi wabaLevi bakwaKohati 1 *UNdikhoyo wayalela uMosis noAron 2 ukuba babale abaLevi bakwaKohati ngokwezindlu nemizi yabo. 3 Wathi mababhalise onke amadoda akubudala obungamashumi amathathu ukuya kumashumi amahlanu eminyaka, onke awayefanelekile…