EYASENTLANGO 14

AmaSirayeli ayakhalaza 1 Ke kaloku ibandla liphela lamaSirayeli latsho ngesimbonono lakhala bonke obo busuku. 2 Ewe, uSirayeli wakhalaza kuMosis noAron, esithi: “Akwaba sasifele eJiputa, okanye sifele kule ntlango. 3 Ngani…

EYASENTLANGO 15

Mayela namadini 1 *UNdikhoyo wathi kuMosis 2 makathethe namaSirayeli, athi: “Nakuba nifikile kwelo zwe ndininike lona ukuba libe lelenu, 3 kungánikelwa ngenkomo, noba yigusha, okanye ibhokhwe, xa kusenziwa amadini ngomlilo,…

EYASENTLANGO 16

Ugwayimbo lukaKora 1-2 UKoraunyana kaIzare, umKohati wendlu kaLevi, wagaya amadoda athile, baza bamvukela uMosis. Wayekunye namaRubhen, uDatan noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete. Babexhaswa naziinkokheli ezaziwayo zamaSirayeli ezazalathwe ngumzi ukuba…

EYASENTLANGO 17

Intonga ka-Aron 1 *UNdikhoyo wathi kuMosis: 2 “Thetha namaSirayeli, uthathe iintonga zibe lishumi elinambini kwiinkokheli zakwaSirayeli; ibe nye intonga kwindlu nganye. Kwintonga yenkokheli nganye bhala igama layo, 3 uze ubhale…

EYASENTLANGO 18

Imisebenzi yababingeleli nabaLevi 1 *UNdikhoyo wathi kuAron: “Wena noonyana bakho ndawonye nabaLevi nithwala uxanduva ngaso nasiphi na isigqitho esinxulumene nokubusa esibingelelweni; kodwa nguwe kuphela noonyana bakho abaya kuthwala uxanduva ngesigqitho…

EYASENTLANGO 19

Amanzi entlambululo 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis noAron, 2 wabanika le miyalelo, wathi: “Ngokommiselo kaNdikhoyo amaSirayeli makeze nethokazi lenkomo elibomvu, elingenasiphako, elingazange libotshwe, 3 alinikezele kuElazare umbingeleli. Lothathwa ke likhutshelwe ngaphandle…

EYASENTLANGO 20

Amanzi ampompoza eliweni 1 Kwathi ngenyanga yokuqala uSirayeli ephela wagaleleka kwintlango iZin, waza wamisa eKadeshe. Apho ke kulapho wafa waza wangcwatyelwa khona uMiriyam. 2 Ke kaloku kwakungekho manzi kuloo ndawo….

EYASENTLANGO 21

Ukoyiswa kwamaKanana 1 Ke kaloku ukumkani waseAradi,umKanana, owayemi emazantsi eKanana, wathi akuva ukuba amaSirayeli ayeza ngendlela esinga eAtarim, wawahlasela, wada wawathimba amanye. 2 AmaSirayeli ke asuka enza isifungo *kuNdikhoyo, athi:…

EYASENTLANGO 22

UBhalaki uthumela uBhalam 1 Ke kaloku amaSirayeli anduluka, aza aya kumisa kumathafa aseMowabhi, kwimpuma yeJordan, malunga neJeriko. 2 Uthe ke uBhalaki, ukumkani waseMowabhi, unyana kaZipore, akuziva izigigaba zamaSirayeli phakathi kwama-Amori,…

EYASENTLANGO 23

1 UBhalam waxelela uBhalaki ukuba akhe amaqonga amadini apho abe sixhenxe, aze amzisele isixhenxe seenkunzi zeenkomo ngokunjalo nesixhenxe seenkunzi zeegusha. 2 UBhalaki wenza ngokomyalelo lowo, baza ke noBhalam banikela inkunzi…