EYASENTLANGO 24

1 Ngeli xesha ke uBhalam wayeseleqonda ukuba *uNdikhoyo uzimisele ukumthamsanqela uSirayeli, ngoko ke akabanga sabhenela kwimilingo njengangaphambili. Wajonga ngasentlango, 2 waza wawabona amaSirayeli eqokelelene izindlu ngezindlu. Wasuka ke wonganyelwa nguMoya…

EYASENTLANGO 25

AmaSirayeli anqula izithixo ePehore 1 AmaSirayeli athi xa ayemise kwintili yeShitim, asuka arheletya neentokazi zamaMowabhi. 2 AmaMowabhikazi amema amaSirayeli ukuba aye kwizidlo zamadini awayesenzelwa *izithixo zamaMowabhi. AmaSirayeli akutya oko kutya,…

EYASENTLANGO 26

Ubalo lwesibini 1 Emva kwaloo bhubhani ke *uNdikhoyo wathetha noMosis noElazare unyana wombingeleli uAron, wathi: 2 “Libaleni ibandla lamaSirayeli liphela ngokwezindlu, nibale amadoda ukususela kubudala obuyiminyaka emashumi mabini ukunyuka, lawo…

EYASENTLANGO 27

Iintombi zikaZelofehadi 1 UMala, uNowa, uHogela, uMilika, noTiza, ziintombi zikaZelofehadi unyana kaHefere, kaGiliyadi, kaMakire, kaManase. Ngoko ke ziintombi zakwaManase unyana kaJosefu. 2 Ke zona zaya kuMosis noElazare umbingeleli, benamadoda amakhulu…

EYASENTLANGO 28

Amadini emihla ngemihla 1 *UNdikhoyo wathi uMosis 2 makayalele amaSirayeli athi: “Ngamathuba amisiweyo ndinikeni amadini akukutya okunikelwa kum ngomlilo, idini elivumba limnandi. 3 “Nanga ke loo madini okutya kufuneka anikelwe…

EYASENTLANGO 29

Amadini ethuba lonyaka omtsha 1 “Ngomhla wokuqala kwinyanga yesixhenxe makube yintlanganiso eyodwa yokunqula, ningawuphathi umsebenzi. Ngaloo mini ke makukhaliswe amaxilongo. 2 Yenzelani *uNdikhoyo idini elitshiswayo elivumba likholekileyo kuye: inkunzi yenkomo…

EYASENTLANGO 30

Mayela nezifungo 1 Iinkulu zezindlu zikaSirayeli uMosis wazinika le mimiselo *kaNdikhoyo ilandelayo, wathi: 2 “Indoda xa ithe yenza isibhambathiso kuNdikhoyo, okanye xa ithe yenza isifungo sokuzibophelela, mayingasaphuli eso sifungo, koko…

EYASENTLANGO 31

Imfazwe namaMidiyani 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: 2 “Phambi kokuba ungabikho amaSirayeli makaziphindezele kumaMidiyani ngenxa yento awayenzayo.” 3 Ngoko ke uMosis wayalela amaSirayeli, wathi: “Xhobisani amadoda omkhosi ukuze ahlasele amaMidiyani,…

EYASENTLANGO 32

Izindlu ezasala phesheya kweJordan 1 Ke kaloku amaRubhen namaGadi ayenemihlambi emikhulu yeenkomo. Athe ke akuwuqonda umhlaba waseJazere naseGiliyadi ukuba uyifanele imfuyo, 2 aya kuMosis nombingeleli uElazare kunye nezinye iinkokheli, acela…

EYASENTLANGO 33

Ukusuka eJiputa ukuya eMowabhi 1 Le yimbali echaza ngeendawo awathi emisa kuzo ngokwezindlu zawo amaSirayeli ukuphuma kwawo eJiputa ekhokelwa nguMosis noAron. 2 Ngokuyalelwa *nguNdikhoyo ke uMosis wawabhala amagama eendawo abathi…