EYASENTLANGO 34

Imida yelizwe laseKanana 1 *UNdikhoyo wanika uMosis 2 le miyalelo, wathi makayigqithisele kumaSirayeli, athi: “Nantsi ke imida yelizwe laseKanana endinipha lona. 3 Umda wangezantsi uya kusuka kwintlango iZin, ubhijele kumda…

EYASENTLANGO 35

Iidolophu zabaLevi 1 Kuloo mathafa aseMowabhi phesheya kweJordan malunga neJeriko *uNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: 2 “Xelela amaSirayeli ukuba kuloo mihlaba ayinikiweyo makahlulele abaLevi iidolophu ezithile ndawonye namadlelo azingqongileyo. 3 Zona…

EYASENTLANGO 36

Ilifa lababhinqileyo 1 Iinkulu zendlu yakwaGiliyadi unyana kaMakire umzukulwana kaManase unyana kaJosefu, zaya kuMosis enezinye iinkokheli. 2 Zafika zathi: “*UNdikhoyo wakuyalela ukuba amaSirayeli uwabele umhlaba *ngamaqashiso. Ngokunjalo wathi umhlaba womntakwethu…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 1

Intshayelelo 1 Le yintetho uMosis awayibhekisayo kumaSirayeli xa ayesentlango phesheya kweJordan kwicala lasempumalanga. Babekwintili yeJordan ngaseSufi, phakathi kweParan nezi dolophu: iTofele, iLabhan, iHazeroti, neDizahabhi. 2 Luhambo lweshumi elinanye lweentsuku ukusuka…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 2

Ukubhadula entlango 1 “Emva koko sanduluka sangena entlango ngendlela eya kuLwandle oluBomvu, ngokwelizwi *likaNdikhoyo. Apho ke sathatha ithuba elide ukujikeleza ezo ntaba zaseSeyire. 2 “UNdikhoyo ke wathetha nam, wathi: 3…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 3

Ukoyiswa kukakumkani uOgi 1 “Ke kaloku senyuka saya eBhashan. Ke yena ukumkani uOgi waphuma nawo wonke umkhosi wakhe, wasihlasela ngase-Edreyi. 2 *UNdikhoyo ke wathi kum: ‘Musani ukumoyika; ndimnikele ezandleni zenu,…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 4

Intobeko elindeleke kuSirayeli 1 UMosis wawayala amaSirayeli, wathi: “Le mimiselo ndinifundisa yona yithobeleni, khon’ ukuze niphile, nibe nako ukungena kwelo lizwe niliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wookhokho benu. 2 Le miyalelo kaNdikhoyo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 5

Umnqophiso 1 Ke kaloku uMosis wawabiza onke amaSirayeli, waza wadanduluka wenjenje: “Hoyina, maSirayeli! Phulaphulani, nantsi imimiselo nemigaqo endiyibhengeza ezindlebeni zenu namhlanje. Yifundeni ngenyameko, nize niyithobele. 2 Kwintaba iHorebhe*uNdikhoyo uThixo wethu…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 6

Umyalelo omkhulu 1 “Nanku ke umyalelo, imigaqo, nemimiselo endithunywe *nguNdikhoyo uThixo wenu ukuba ndinifundise yona. Ngoko ke ze niyithobele nakufika kwelo lizwe niya kulo. 2 Ngalo lonke ithuba lobomi bakho,…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 7

Imilowo yakwaThixo 1 “*UNdikhoyo uThixo wenu uza kuningenisa kwelo lizwe niya kuma kulo. Uza kugxotha izizwe ezininzi kulo; ewe, yoba sisixhenxe sonke sezizweezikhulu nezinamandla kunani. Nazi ke: amaHeti, amaGirgashi, ama-Amori,…