UHLAZIYO-MNQOPHISO 8

Ilizwe elihle 1 “Niyabona ke, le miyalelo ndininike yona namhlanje ze niyithobele kangangoko, khon’ ukuze niphile nande, ningene kwelo lizwe wabathembisa ngalo ngesifungo uNdikhoyo ooyihlo. 2 Ngamana aningeyilibali indlela anikhokele…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 9

Iinkani zamaSirayeli 1 “Niyabona ke, maSirayeli, seniza kuwela iJordan, ningene kwilizwe elimiwe zezinye izizwe ezikhulu nezomeleleyo kunani. Izixeko zazo zikhulu, futhi zibiyelwe ngeendonga ezirhec’ izulu. 2 Nabantu bakhona bade, bomelele,…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 10

Umnqophiso uyahlaziywa 1 “Ngelo thuba ke *uNdikhoyo wandiyalela wathi: ‘Qingqa amanye amacwecwe amabini amatye, afane nalawa okuqala, uwenzele ityesi ngomthi. Nyuka intaba, uze kum, 2 ukuze apho kuloo macwecwe ndibhale…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 11

Ubungangamsha bukaNdikhoyo 1 “Ngoko ke uze umthande uNdikhoyo uThixo wakho, ugcine isigxina sakhe, nemimiselo yakhe, nemigaqo nemiyalelo yakhe, nanini nanini. 2 Khumbula kaloku ukuba yayingengabo abantwana benu abângcamla amava engqeqesho…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 12

Indawo yokunqula 1 “Nantsi imimiselo nemigaqo ekofuneka niyithobele ngalo lonke ixesha lokudla kwenu ubomi kwelo lizwe niliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wooyihlo-mkhulu. 2 Ze nizitshabalalise ziphele tu ezo ndawo zinqulela kuzo *oothixo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 13

1 “Ukuba kuvela umshumayeli okanye umlawuli-maphupha phakathi kwenu, evakalisa ummangaliso okanye umqondiso oza kubakho, 2 ize ke kwenzeke ngokwaloo mmangaliso okanye loo mqondiso, aze athi: ‘Masilandele *thixo bambi’ – thixo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 14

Mayela nokuzila 1 “Nina ningabantwana *bakaNdikhoyo uThixo wenu, ngoko ke ze ningaziqaphuli okanye nibe nendawo eniyichebayo entloko xa nizilela abangasekhoyo, njengoko zisenza ezinye iintlanga. 2 Kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo ncakasana;…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 15

Unyaka wesixhenxe 1 “Njalo ekupheleni konyaka wesixhenxe iya kuba lithuba lokucinywa kwamatyala. 2 Le nto ke noyenza ngolu hlobo: Nabani na obeboleke uwabo ulutho kufuneka alicime elo tyala, angabi sayithatha…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 16

IPasika 1 “*UNdikhoyo uThixo wakho uze umzimase ngokwenza umbhiyozo *wePasikangenyanga ka-Abhibhi. Kaloku yena wakukhulula ngabusukwazana buthile ngayo le nyanga kwelaseJiputa. 2 Ngoko ke ngaloo mini uzuye kuloo ndawo yokunqula yalathwe…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 17

1 “Ungaze uNdikhoyo uThixo wakho umenzele idini ngenkomo okanye igusha enesiphako, kuba ilisikizi kuye into enjalo. 2 “Xa uthe weva ukuba kwenye yeedolophu zenu kukho indoda okanye umfazi owenza ububi…