UHLAZIYO-MNQOPHISO 18

Isabelo sababingeleli 1 “Indlu kaLevi yona ngababingeleli; ayiyi kuzuza sabelo nalifa njengamanye amaSirayeli, ndaweni yaloo nto ilifa layo ngamadini atshiswayo anikelwa *kuNdikhoyo. 2 AbaLevi abazukunikwa sabelo njengezinye izindlu; kaloku esabo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 19

Iidolophu zokuphephela 1 “Akuba ke *uNdikhoyo uThixo wakho ezitshabalalisile ezo zizwe zimhlaba wazo awupha wena, naza nazigxotha nema kwiidolophu zazo ngokunjalo nemizi yazo, 2-3 lahlule kathathu elo lizwe, kummandla ngamnye…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 20

Mayela nemfazwe 1 “Xa uthe waphuma usiya kulwa notshaba, waza wabona ukuba lona luneenqwelo namahashe, nomkhosi walo ungaphezulu kowakho, sukoyika. *UNdikhoyo uThixo wakho owakukhupha eJiputa uya kuba nawe. 2 Phambi…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 21

Ubugebenga 1 “Xa sewukwelo lizwe uza kuliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wakho, waza wafumana umntu enzakaliswe wafa engaphandle komzi, ube wena ungazi ukuba ubulewe ngubani na, 2 kufuneka amadoda amakhulu nabagwebi baye…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 22

1 “Ukuba ubhaqa inkomo okanye igusha yomwenu ilahleka, sukuyijonga nje, koko yinqande uyigoduse. 2 Kodwa ke ukuba umniniyo uhlala kude okanye akuyazi ukuba yekabani na, yithathe uyigcine kwakho. Akufika ke…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 23

Ukuhlela ibandla 1 “Indoda elithenwa ngokutyunyuzwa, okanye enqunyulwe ubudoda, ize ingabandakanywa nebandla labantu *bakaNdikhoyo. 2 “Umntwana wombulo ngokunjalo nenzala yakhe kude kuye kwisizukulwana seshumi maze angabandakanywa nebandla labantu bakaNdikhoyo. 3…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 24

Ukuqhawulwa komtshato 1 “Ukuba indoda ithathe umfazi, yaza kamva yakruquka nguye ngenxa yesizathu esithile, kufuneka imbhalele incwadi yokwahlukana,ize imnike, ibe ke iyamgxotha ngolo hlobo. 2 Xa athe kamva waphinda wathathwa…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 25

1 “Xa amaSirayeli amabini exabene, aza asana enkundleni, omnye wawo ke wafunyaniswa engenatyala, waza ke wagwetywa omnye lo; 2 ukuba ugwetywe ikatsi, umgwebi makatsho acanjalaliswe. Inani lemivumbo yakhe loxhomekeka kwelo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 26

Iminikelo yesivuno 1 “Wakuba ungenile wema kwelo lizwe uliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wakho, 2 umntu ngamnye aze athathe ibhaskiti, afake ulibo lwento nganye ayilimileyo, aye nayo kuloo ndawo yonqulo yalathwe nguNdikhoyo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 27

Ukubhengezwa kwemiyalelo nemithetho 1 UMosis ekunye namadoda amakhulu akwaSirayeli wathi: “Ze niyithobele yonke imiyalelo endininika yona namhlanje. 2 Mhla nayiwela iJordan nangena kwelo lizwe niliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wenu, ze nimise…