EYEZIQALO 11

Inqaba yaseBhabheli 1 Ngelo xesha abantu elizweni babethetha ulwimi olunye, besebenzisa namagama afanayo ezinto. 2 Ke ekubhaduleni kwabo kwelasempumalanga bada baya kutsho kumathafa aseBhabheli, bema apho. 3 Bathethana bathi: “Masenze…

EYEZIQALO 12

Ukufuduka kuka-Abram 1 *UNdikhoyo wathi kuAbram: “Lishiye ilizwe lakowenu, izizalwana kunye nekhaya lakho, umke uye kwilizwe endiza kukwalathisa lona. 2 “Ndiza kukunika inzala eninzi, eya kuba sisizwe esikhulu; ndikunike amathamsanqa,…

EYEZIQALO 13

Ukwahlukana kuka-Abram noLothe 1 Ukuphuma kwakhe eJiputa uAbram wabheka ngasentla emazantsi aseKanana, ehamba nomkakhe, nemfuyo yakhe yonke, uAbram, eneegusha neebhokhwe kwakunye noLothe. 2 Wayefumile neenkomo, enayo nesiliva negolide. 3 Nalapho…

EYEZIQALO 14

UAbram uhlangula uLothe 1 Kwaqubisana emfazweni iikumkani ezine: uAmrafele waseBhabheli, uAriyoki wase-Elazare, uKedor-lahomere wase-Elam, kunye noTidali waseGoyi. 2 Yayilidabi neekumkani ezintlanu: uBhera waseSodom, uBhisha waseGomora, uShinabhi waseAdama, uShenebhere waseZebhoyim, nekumkani…

EYEZIQALO 15

Umnqophiso kaThixo noAbram 1 Emva koku uAbram waba nombono apho weva *uNdikhoyo esithi: “Uze ungoyiki, Abram, ndim oya kukukhusela; ikwandim oya kukubonelela kanobom.” 2 Uphendule wathi uAbram: “Mhlekazi Ndikhoyo, iya…

EYEZIQALO 16

UAbram noSarayi noHagare 1 Umka-Abram uSarayi wayengazali. Wayenesicakazana somJiputakazi esigama linguHagare. 2 Wathi ke uSarayi kuAbram: “Ndiyabona ukuba *uNdikhoyo akandiphanga inzala. Ungangeni uHagare nje, isicakakazi sam? Mhlawumbi angandizalela unyana yena.”…

EYEZIQALO 17

Ulwaluko, umqondiso womnqophiso 1 Akuba mashumi asithoba anethoba ubudala uAbram, wabonakala kuye *uNdikhoyo, wathi: “Mna ndinguThixo uSomandla. Uze undithobele, uhlale ungasoleki. 2 Ndowugcina umnqophiso wam, ndikunike inzala eninzi.” 3 Wakhahlela…

EYEZIQALO 18

UAbraham uthenjiswa unyana 1 *UNdikhoyo wabonakala kuAbraham ngakwimithi kaMamre. UAbraham wayehleli ngasemnyango wentente emini emaqanda. 2 Nako kusithi thu amadoda amathathu.Uthe ke ukuwabona kwakhe wakhawuleza ukuwahlangabeza, wafika waqubuda ekhahlela. 3…

EYEZIQALO 19

Ukungcola kweSodom 1 Ukufika kwezithunywa ezibini eSodom ngorhatya lwaloo mini, uLothe wayehleli ngasemasangweni edolophu. Uthe khwasululu ukuwabona kwakhe, wawahlangabeza. Ufike waqubuda ekhangele phantsi ekhahlela, wathi: 2 “Zinkosi zam, khanikhe niye…

EYEZIQALO 20

UAbraham noAbhimeleki 1 UAbraham wafuduka kwelo lizwe, wajonga emazantsi eKanana, apho wafika wamisa khona phakathi kweKadeshe neShure. Waya kutsho naseGerare, 2 wafika wathi apho uSara ngudade wabo.Ukumkani walapho, uAbhimeleki, wathi…