UYOSHUWA 14

Ukwabiwa komhlaba ongasentshonalanga kweJordan 1 Le yinkcukacha yokwabelwa kwamaSirayeli umhlaba waseKanana ongasentshonalanga kweJordan. Lo mhlaba wabelwa abantu nguElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNune, bekunye neentloko zezindlu zezizwe zamaSirayeli. 2 Umhlaba olilifa…

UYOSHUWA 15

Ummandla owabelwa uJuda 1 Nguwo lo umhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaJuda *ngamaqashiso: Lo mhlaba waya kutsho kumda wase-Edom ezantsi kwentlango. 2 Lo mda wangasezantsi wawucanda kwincam engezantsi yoLwandle oluFileyo, 3…

UYOSHUWA 16

Ummandla owabelwa uEfrayim kunye noManase 1 Umda ongezantsi womhlaba owabelwa inzala kaJosefu wawuqala eJordan kufuphi neJeriko, kwindawo eyayikwicala langasempumalanga yemithombo yaseJeriko, wenjenjeya ubhekisa ngasentlango. Wasuka eJeriko walityhutyha eleentaba ukusa eBhetele….

UYOSHUWA 17

UManase ongasentshonalanga kweJordan 1 Inxalenye yomhlaba ongasentshonalanga kweJordan wabelwa ezinye izindlu zezindlu eziyinzala yonyana omkhulu kaJosefu uManase *ngamaqashiso. UMakire, uyise kaGiliyadi, wayengunyana omkhulu kaManase, umfo oligorha emfazweni. Yiyo ke loo…

UYOSHUWA 18

Ukwabiwa komhlaba osaseleyo 1 Ibandla lakwaSirayeli lahlangana eShilo, lamisa *isibingelelo *sikaNdikhoyo apho. Naxa umhlaba wawuseluthinjiwe 2 kwakusekho izizwe zamaSirayeli ezisixhenxe ezazingekabelwa ilifa lazo. 3 Wabhekisa kumaSirayeli ke uYoshuwa wenjenje: “Niya…

UYOSHUWA 19

Ummandla owabelwa uSimon 1 *Iqashiso lesibini laphumela isizwe sakwaSimon ngokwezindlu zaso. Ilifa laso lalikummandla wakwaJuda. 2 Umhlaba wakwaSimon wawuquka iBheshebha, iShebha, iMolada, 3 iHazare-shuwali, iBhala, ne-Ezem, 4 iEltoladi, iBhetuli, iHoma,…

UYOSHUWA 20

Izixeko zokuphephela 1 *UNdikhoyo wathi kuYoshuwa: 2 “Thetha namaSirayeli, uthi ndithi makalathe izixeko zokuphephela endandixelele uMosis ngazo. 3 Zoba ziindawo ekubalekela kuzo abantu abathe babulala omnye ngengozi okanye ngempazamo. Yoba…

UYOSHUWA 21

Izixeko zabaLevi 1 Iintloko zezindlu zakwaLevi zaya kumbingeleli uElazare noYoshuwa unyana kaNune, bekunye neentloko zezindlu zakwaSirayeli. 2 Zaya kubo eShilo kwelamaKanana, zafika zathi: “*UNdikhoyo wayethe kuMosis thina masinikwe izixeko kunye…

UYOSHUWA 22

UYoshuwa undulula uRubhen noGadi nesiqingatha sikaManase 1 UYoshuwa wabiza isizwe sakwaRubhen nesakwaGadi kunye nesiqingatha sesakwaManase sasempuma, 2 wathi: “Nikufezile konke enakuyalelwa sisicaka *sikaNdikhoyo uMosis, nayithobela yonke imiyalelo yam. 3 Unanamhla…

UYOSHUWA 23

Amazwi okugqibela kaYoshuwa 1 Lakuba ligqithile ithuba elide *uNdikhoyo uwaphumzile amaSirayeli ezintshabeni zawo ezaziwangqongile; noYoshuwa ngoku wayeselemdala aluphele. 2 UYoshuwa wawabiza onke amaSirayeli, amadoda amakhulu, iintloko zezindlu, abalamli, kunye nabanye…