1 KASAMWELI 5

Ityesi yomnqophiso kwelamaFilistiya 1 Ayithatha amaFilistiya ityesi kaThixo e-Ebhenezere, ayisa eAshdode. 2 Apho afika ayingenisa endlwini yothixo wawo uDagoni, ayimisa ecaleni kwakhe. 3 Ngentsasa elandelayo amaFilistiya afika, tyhini uDagoni uthe…

1 KASAMWELI 6

Ukugoduswa kwetyesi yomnqophiso 1 Yaba ziinyanga ezisixhenxe ityesi yomnqophiso *kaNdikhoyo ikwelamaFilistiya. 2 Andula ke amaFilistiya ukubiza ababingeleli noosiyazi balapho, bathi kubo: “Masiyithini na ityesi kaNdikhoyo? Kufuneka sithini na ukuyigodusa?” 3…

1 KASAMWELI 7

1 Abemi baseKiriyati-yarim baya kuyiphuthuma ityesi yomnqophiso kaNdikhoyo, bayisa emzini ka-Abhinadabhi owawusendulini. Bamisela uElazare, unyana waloo mfo, ukuba ibe nguye ogcina ityesi yomnqophiso kaNdikhoyo. USamweli uba yinkokheli kwaSirayeli 2 Yahlala…

1 KASAMWELI 8

AmaSirayeli afuna ikumkani 1 Ke kaloku uthe uSamweli akwaluphala wamisela oonyana bakhe baba ziinkokheli zamaSirayeli. 2 Unyana omkhulu wayenguJoweli, omncinci inguAbhiya. Babeziinkokheli eBheshebha. 3 Kambe ke bona babengamfuzanga uyise; bona…

1 KASAMWELI 9

USawule udibana noSamweli 1 Ke kaloku kwakukho indwalutho yakwaBhenjamin eyayinguKishe igama, unyana ka-Abhiyeli, kaZerore, kaBhekorati, ka-Afiya. 2 UKishe wayenonyana ogama linguSawule, igatyana lenzwana yomfana. Lo mfana wayesukile egadeni evela kuwo…

1 KASAMWELI 10

1 Ke kaloku uSamweli urhole iqhaga elalinamafutha omnquma, wawagalela entloko kaSawule, wamanga, wathi: “Uyakuthambisa *uNdikhoyo ukuze ulawule abantu bakhe. 2 Ukwahlukana kwethu namhlanje uya kuhlangana namadoda amabini phaya ngakwingcwaba likaRakeli…

1 KASAMWELI 11

USawule uchitha umkhosi wama-Amon 1 Ukumkani uNahashe wama-Amon wahlasela idolophu iJabheshe ekummandla wamaGiliyadi, wayivingcela. Amadoda onke alapho eJabheshe athi kukumkani uNahashe: “Masenze umnqophiso woxolo. Siyavuma ukukuthobela.” 2 UNahashe uthe ukuphendula:…

1 KASAMWELI 12

Amazwi kaSamweli okuzibeka phantsi iintambo 1 Wasuka ke uSamweli, wabhekisa kumaSirayeli ephela, wenjenje: “Niyabona, into ebeniyicelile kum ndiyenzile, ndammisela ukumkani wenu. 2 Nanku; uza kunilawula. Mna sendaluphele ndaba yingwevu. Noonyana…

1 KASAMWELI 13

USamweli ukhalala uSawule 1 Akuba nonyaka ukuya kwiminyaka emibini elawula kwaSirayeli 2 uSawule wakhetha amawaka amathathu amadoda akwaSirayeli. Amawaka amabini asala naye eMikimashe naseBhetele kweleentaba. Elinye iwaka walithumela eGibheya kummandla…

1 KASAMWELI 14

1 Ngamhla uthile uJonatan unyana kaSawule wavakala esithi kumfana omphathela izikrweqe: “Masikhe siwelele ngaphesheya phaya kulaa kampana yamaFilistiya.” Phofu akayithethanga kuyise le nto uJonatan. 2 USawule wayemise eMigron, phantsi komthi…