1 KASAMWELI 25
Ukufa kukaSamweli 1 Wathi akubhubha uSamweli aqokelelana onke amaSirayeli, aza amzilela. Wangcwatyelwa kowabo eRama uSamweli. UDavide noAbhigeli Emva koko uDavide wemka waya kuhlala kwintlango iParan. 2 Ke kaloku eMawon bekukho…
Ukufa kukaSamweli 1 Wathi akubhubha uSamweli aqokelelana onke amaSirayeli, aza amzilela. Wangcwatyelwa kowabo eRama uSamweli. UDavide noAbhigeli Emva koko uDavide wemka waya kuhlala kwintlango iParan. 2 Ke kaloku eMawon bekukho…
UDavide wala kwakhona ukubulala uSawule 1 AmaZifi ahambela kuSawule eGibheya, athi: “Nanko uDavide ezímele kulaa nduli iHakila ekumaphethelo entlango yelakwaJuda.” 2 Unduluke kwangoko uSawule wenjenjeya, ehamba namawaka amathathu amadoda akhethiweyo…
UDavide kwelamaFilistiya 1 Emva koko uDavide wacinga wathi: “Uya kuze andithi hlasi andibulale uSawule lo ngenye imini. Icebo linye ke: kukusabela kwelamaFilistiya. Wondincama ke uSawule, ayeke ukundifuna kwaSirayeli, ndibe ke…
1 Ngaloo mihla amaFilistiya ayeqokelele amabutho, eza kulwa namaSirayeli. Ukumkani uAkishe wabhekisa kuDavide wenjenje: “Uzuqonde mhlophe ukuba wena namadoda akho niza kulwela mna kule mfazwe!” 2 Uphendule wathi uDavide: “Uza…
UDavide uyagxothwa ngamaFilistiya 1 Amabutho amaFilistiya aqokelelana eAfeki, waza umkhosi wamaSirayeli waya kumisa ngakumthombo waseYizereli. 2 Zaphuma iikumkani zamaFilisitiya, zihamba namabutho azo angamakhulu-khulu namawaka-waka. Yena uDavide namadoda akhe babelandela ngasemva,…
Idabi likaDavide nama-Amaleki 1 Ngomhla wesithathu bagaleleka eZikelage ooDavide namadoda akhe. Bafika ama-Amaleki esanda kungenela amazantsi elakwaJuda, ahlasela neZikelage. Ayeyitshise pam loo dolophu, 2 athimba abafazi nabantwana bonke. Kwakungafanga mntu…
Ukufa kukaSawule noonyana bakhe 1 Aqubisana amaFilistiya namaSirayeli, aswantsuliswa amaSirayeli, kwawa inkitha yawo kuloo ntaba iGilibhowa. 2 AmaFilistiya awasukela, athana mbende noSawule kunye noonyana bakhe, aza ababulala bobathathu oonyana bakaSawule,…
UDavide uxelelwa ngokufa kukaSawule 1 Akuba uSawule efile, uDavide wabuyela eZikelage emva kokoyisa kwakhe ama-Amaleki, wachitha khona iintsuku zambini. 2 Ngolwesithathu usuku kwafika mfo uthile, evela kwikampu yomkhosi kaSawule. Wayambethe…
UDavide ngukumkani wakwaJuda 1 Emva koko uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Ndingaya kuhlala na kwesinye sezixeko zakwaJuda?” UNdikhoyo wathi: “Yiya.” Wabuza uDavide wathi: “Mandiye phi?” Wathi uNdikhoyo: “Yiya eHebron.” 2 Wahamba…
1 Ke kaloku kwaba lixesha elide kukho imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. Lo gama iphelelwayo indlu kaSawule, ekaDavide yona yayisiya iqina ngokuqina. Oonyana bakaDavide 2 EHebron uDavide wazala oonyana….