EYEZIQALO 21
Ukuvela kukaIsake 1 *UNdikhoyo wamenzela isisa uSara ngokuthi asizalisekise isithembiso sakhe. 2 USara wakhulelwa,waza wazala umntwana oyinkwenkwe, sele aluphele uAbraham. Wamzala kanye ngelaa xesha wayelixelile uThixo. 3 Wamthiya igama loo…