2 KASAMWELI 24

UDavide wenza ubalo 1 Wabuya wavutha umsindo *kaNdikhoyo ngakumaSirayeli, waza waxhokonxa uDavide ukuchasana nawo, esithi: “Yiya uwabale amaSirayeli namaJuda.” 2 UDavide ukumkani uyalele uJowabhi umphathi-mkhosi owayekunye naye, wathi: “Zibale zonke…

1 YOOKUMKANI 1

UDavide ekwaluphaleni kwakhe 1 Ngoku ke ukumkani uDavide wayeyindoda eyalupheleyo, iminyaka yakhe seyihambile. Wayekhathazwa kukugodola, kuba wayengafudumali noba selefunjelwe ngeengubo ezininzi. 2 Ke kaloku amaphakathi akhe athetha naye athi: “Masikukhangelele…

1 YOOKUMKANI 2

Umyolelo kaDavide 1 Lithe lakufika ixesha lokunduluka kukaDavide emhlabeni, wamyalela unyana wakhe uSolomon wathi: 2 “Mna sendiza kuwushiya umhlaba. Ngoko ke wena yomelela ngokwendoda, 3 ungaphazami ukuhamba ngokwesimiso *sikaNdikhoyo uThixo…

1 YOOKUMKANI 3

USolomon ucela ubulumko 1 Ke kaloku uSolomon walamana nokumkaniwaseJiputa ngokuthatha intombi yakhe. Ke yona yeza kuhlala naye kwisixeko sikaDavide lada lagqitywa ukwakhiwa ibhotwe lakhe, ngokunjalo nendlu *kaNdikhoyo kunye nodonga olujikeleze…

1 YOOKUMKANI 4

Iziphathamandla zikaSolomon 1 Ke kaloku uSolomon wayelawula uSirayeli ewonke jikelele. 2 Nazi izinxiba-mxhaka zakhe: UAzariya unyana kaZadoki – umbingeleli; 3 uElihorefe noAhiya oonyana bakaShisha – oonobhala; uJoshafati unyana ka-Ahiludi –…

1 YOOKUMKANI 5

Amalungiselelo okwakha indlu kaThixo 1 Ke kaloku ukumkani uHiram waseTire akuva ukuba uSolomon uthanjisiwe wangena esikhundleni sikaDavide, wathumela oonozaku-zaku bakhe kuSolomon, kuba kaloku kwakusoloko kukho unxibelelwano lobuhlobo phakathi kwakhe noDavide….

1 YOOKUMKANI 6

Ukwakhiwa kwendlu kaThixo 1 Ke kaloku ngonyaka wamakhulu amane namashumi asibhozo ephumile amaSirayeli eJiputa, xa kanye uSolomon wayekunyaka wesine elawula amaSirayeli, ngenyanga yesibini uZivi, waqalisa ukuyakha indlu *kaNdikhoyo. 2 Le…

1 YOOKUMKANI 7

Ibhotwe likaSolomon 1 Kambe ke uSolomon wathatha iminyaka elishumi elinesithathu xa wayesakha ibhotwe lakhe. 2 Ibhotwe lalibizwa ngokuba lihlathi laseLebhanon. Laliziimitha ezingamashumi amane anesine ubude balo, liziimitha ezingamashumi amabini anambini…

1 YOOKUMKANI 8

Ityesi iziswa endlwini kaThixo 1 Ke kaloku ukumkani uSolomon wawabizela kuye eJerusalem onke amadoda amakhulu akwaSirayeli, bonke abaziintloko zezizwe, namadoda aziinkulu zezindlu zamaSirayeli, ukuze aye kuthatha ityesi yomnqophiso *kaNdikhoyo eZiyon,…

1 YOOKUMKANI 9

UNdikhoyo ubonakala kuSolomon 1 Ke kaloku uSolomon wathi akuba egqibile ukwakha indlu *kaNdikhoyo kunye nebhotwe lakhe nako konke oko wafikelela kuko ngokweenjongo zakhe, 2 uNdikhoyo wabonakala kuye okwesibini, kanye kwangalaa…