1 YOOKUMKANI 10

Ukumkanikazi waseShebha 1 Uthe ke ukumkanikazi waseShebhaakuva ngodumo lukaSolomon nokusondela kwakhe kwigama *likaNdikhoyo, weza kumvavanya ngemibuzo enzima. 2 Wafika ke eJerusalem enehlokondiba lamaphakathi negquba leenkamela, zithwele izinongo, nento eninzi yegolide,…

1 YOOKUMKANI 11

Abafazi bakaSolomon 1 Ke kaloku nangaphandle kwentombi yokumkani waseJiputauSolomon wayenabafazi abaninzi beentlanga:abangamaMowabhi, ama-Amon, amaEdom, amaSidon, namaHiti. 2 Wabathatha kwezo ntlanga wayewayale ngazo *uNdikhoyo amaSirayeli esithi: “Ze ningendiselani nazo, kuba ziya…

1 YOOKUMKANI 12

USirayeli uvukela uRehobhowam 1 Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani. 2 Uthe ke akuyiva loo nto uJerobhowam unyana kaNebhati, wasuka wabuya apho…

1 YOOKUMKANI 13

Umfo wakwaThixo 1 Kwathi uJerobhowam xa emi ngaseqongeni lamadini, eza kwenza iziqhumiso, nako kuvela umfo wakwaThixo owayeyalelwe *nguNdikhoyo ukuba aphume kwaJuda, aye eBhetele. 2 Wadanduluka ngelizwi likaNdikhoyo, ekhalima ngenxa yelo…

1 YOOKUMKANI 14

Ukusweleka konyana kaJerobhowam 1 Kanye ngelo thuba unyana kaJerobhowam uAbhiya wahlabeka wagula, 2 waza ke uJerobhowam wathetha nomkakhe, wathi: “Khawuzenze mntu wumbi, ukuze ungaqondwa ukuba ungumka-Jerobhowam, uze ke uye eShilo….

1 YOOKUMKANI 15

UAbhiya ukumkani wakwaJuda 1 Ke kaloku ngonyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaJerobhowam unyana kaNebhati, uAbhiya waba ngukumkani wakwaJuda, 2 waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahaka intombi ka-Abhasalom. 3 Naye…

1 YOOKUMKANI 16

1 Ke kaloku uYehu unyana kaHanani wafikelwa lilizwi *likaNdikhoyo ngokubhekiselele kuBhayesha. Lalisithi: 2 “Ndakuphakamisa eluthulini, ndakwenza inkokheli yabantu bam amaSirayeli. Kambe ke wena suka wangena ekhondweni likaJerobhowam, wabalukuhlela esonweni abantu…

1 YOOKUMKANI 17

UEliya wondliwa ngamahlungulu 1 Ke kaloku uEliya waseTishbhi eGiliyadi wathetha noAhabhi, wathi: “Ekho nje *uNdikhoyo uThixo kaSirayeli, lo ndimkhonzayo, kuza kubakho imbalela kungabikho mbethe namvula kule minyaka izayo kungengalo ilizwi…

1 YOOKUMKANI 18

UEliya no-Obhadiya 1 Ke kaloku emva kwethuba, kunyaka wesithathu waloo mbalela, uEliya wafikelwa lilizwi *likaNdikhoyo lisithi: “Hamba uye kubonana noAhabhi; ke mna ndiya kuyinisa imvula elizweni.” 2 Ngenene ke uEliya…

1 YOOKUMKANI 19

UEliya ubalekela eHorebhe 1 Ke kaloku uAhabhi waxelela umkakhe uJezebhele ngako konke awayekwenzile uEliya, nendlela ababulele ngayo abashumayeli bakaBhali ebaqhushek’ ikrele. 2 Ngoko ke uJezebhele wathumela kuEliya esithi: “Mabandohlwaye oothixo,…