2 YOOKUMKANI 18
UHezekiya ukumkani wakwaJuda 1 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, uHezekiya unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula. 2 Ukuqalisa kwakhe ukulawula wayenamashumi amabini anesihlanu ezelwe, waza…