1 YEZIGANEKO 13
Ityesi yomnqophiso ilandwa eKiriyati-yarim 1 Ke kaloku uDavide wathetha-thethana namaphakathi akhe onke, lawo aphethe amajoni aliwaka nalawo aphethe alikhulu. 2 Kananjalo wabhekisa kwibandla likaSirayeli liphelele, wathi: “Xa nibona kufanelekile, futhi…