1 YEZIGANEKO 23

AbaLevi 1 Ke kaloku uthe akukhula, xa seleyindoda enkulu, uDavide wabeka unyana wakhe uSolomon wangukumkani kwaSirayeli. 2 Kananjalo waqokelela zonke iinkokheli zakwaSirayeli kunye nababingeleli nabaLevi. 3 Babalwa abaLevi ababudala bungamashumi…

1 YEZIGANEKO 24

Ukwahlulwa-hlulwa kwababingeleli 1 Oonyana baka-Aron babahlulwa-hlulwe kanje: Naba oonyana baka-Aron: uNadabhi, uAbhihu, uEliyazare, noItamare. 2 Kambe ke yena uNadabhi noAbhihu basweleka bengenanyana kwangaphambi kokusweleka kukayise.Ngoko ke ababingeleli yaba nguEliyazare noItamare….

1 YEZIGANEKO 25

Iimvumi zendlu kaThixo 1 Ukumkani uDavide, ekunye neengqwayi-ngqwayi zomkhosi, wachonga abathile koonyana baka-Asafu, nabakaHeman, nababakaJedutum, wabanika umsebenzi wokushumayela bekhalisa iihapu nemirhubhe namacangci. Nanga ke amadoda awayephethe lo msebenzi: 2 Koonyana…

1 YEZIGANEKO 26

Abagcini-masango bendlu kaThixo 1 Nazi iintloko zamaqela abagcini-masango endlu kaThixo: KumaKora yayinguMeshelemiya unyana kaKore wendlu ka-Asafu. 2 UMeshelemiya wayenoonyana abasixhenxe: yayinguZekariya owamazibulo, ibe nguYediyali, uZebhadiya, uYateniyeli, 3 uElam, uYohanan, noEliyehunayi….

1 YEZIGANEKO 27

Umkhosi kaDavide 1 Nguwo lo umkhosi wamaSirayeli: Bekukho amabutho alishumi elinambini, ibutho ngalinye liba namadoda angamashumi amabini anane amawaka. Amabutho la ayebolekisana ukwenza umsebenzi wakomkhulu inyanga nganye enyakeni. Bekukho iinkulu…

1 YEZIGANEKO 28

Imiyalelo yokwakhiwa kwendlu kaThixo 1 UDavide wawabiza onke amagosa akwaSirayeli ukuze aze kuhlangana eJerusalem: iinkokheli zezindlu, neenkokheli zamabakala ngamabakala kwabasebenza komkhulu, neengqwayi-ngqwayi zamabutho aliwaka kunye nalikhulu, namagosa ajongene nemihlaba nemfuyo…

1 YEZIGANEKO 29

Izipho zokwakha indlu kaThixo 1 Ukumkani uDavide wathetha nebandla likaSirayeli liphela, wathi: “Unyana wam uSolomon, lo unyulwe *nguNdikhoyo, noko uselula, yaye ke akanamava. Umsebenzi lo ke wona mkhulu, kuba eli…

2 YEZIGANEKO 1

USolomon ucela ubulumko 1 Ke kaloku uSolomon unyana kaDavide wazinza embusweni wakhe, kuba *uNdikhoyo uThixo wakhe wayengakuye, waza wamphakamisa kakhulu. 2 Ke uSolomon wathetha noSirayeli ewonke, iingqwayi-ngqwayi zamabutho aliwaka nalikhulu,…

2 YEZIGANEKO 2

Amalungiselelo okwakha indlu kaThixo 1 Ke kaloku uSolomon wazimisela ukwakhela igama *likaNdikhoyo indlu, kunye nelakhe ibhotwe. 2 Wamisa amadoda angamawaka angamashumi asixhenxe ukuze athwale izinto zokwakha, namanye angamashumi asibhozo amawaka…

2 YEZIGANEKO 3

USolomon wakha indlu kaThixo 1 Ke kaloku uSolomon waqalisa ukuyakha indlu *kaNdikhoyo eJerusalem kwintaba iMoriya,apho uNdikhoyo wayebonakele khona kuyise uDavide. Kwakuloo ndawo yalungiselelwa nguDavide esandeni sokubhula sika-AravenaumJebhusi. 2 Ke ukwakha…