2 YEZIGANEKO 4

Impahla yendlu kaThixo 1 USolomon wenza iqonga lamadini lobheduliziimitha ezilithoba ububanzi nobude, liziimitha ezine ezinesiqingatha ukuphakama. 2 Wenza nechibi elingqukuva ngobhedu. Laliziimitha ezilishumi elinesithathu nekota xa ulijikeleza. 3 Phantsi komphetho…

2 YEZIGANEKO 5

1 Uthe ke wakufezeka loo msebenzi uSolomon awayewenzela indlu kaNdikhoyo, wazithatha zonke ezo zinto zazinikezelwe nguyise uDavide(isiliva, igolide, nazo zonke ezinye izinto zokusebenza) waza ke wazifaka koovimba bendlu kaThixo. Ityesi…

2 YEZIGANEKO 6

Intetho kaSolomon 1 Ke kaloku uSolomon wathi: “*UNdikhoyo wayethe uza kuhlala kwilifu elimnyama; 2 ke mna ndikwakhele ipomakazi lendlu, indawo oya kuhlala kuyo kude kube ngonaphakade.” 3 Lithe lisemi apho…

2 YEZIGANEKO 7

Ukuvulwa kwendlu kaThixo 1 Ke kaloku uSolomon uthe akugqiba ukuthandaza, suka kwehla umlilo uphuma ezulwini, walidla elo dini litshiswayo kunye neminikelo,kananjalo ubukhazikhazi *bukaNdikhoyo bayizalisa indlu. 2 Ababingeleli zange babe saba…

2 YEZIGANEKO 8

Eminye imisebenzi kaSolomon 1 Ke kaloku ekupheleni kwamashumi amabini eminyaka, xesha elo walithathayo uSolomon ekwakheni kwakhe indlu kaNdikhoyo kunye nebhotwe lakhe, 2 uSolomon wazihlaziya iidolophu awayeziphiwe nguHiram,waza ke wamisa amaSirayeli…

2 YEZIGANEKO 9

Ukumkanikazi waseShebha utyelela uSolomon 1 Uthe ke ukumkanikazi waseShebhaakuluva udumo lukaSolomon waya eJerusalem ngeenjongo zokukhe amvavanye ngemibuzo enzima. Wafika enehlokondiba lamaphakathi kunye negquba leenkamela zithwele izinongo, nento eninzi yegolide, namatye…

2 YEZIGANEKO 10

USirayeli uvukela uRehobhowam 1 Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani. 2 Uthe ke akuyiva loo nto uJerobhowam unyana kaNebhati, wasuka wabuya apho…

2 YEZIGANEKO 11

1 Akufika eJerusalem uRehobhowam waqokelela indlu kaJuda nekaBhenjamin – amawaka alikhulu elinamashumi asibhozo ewonke amadoda omkhosi – ukuze alwe noSirayeli alubuyisele ulawulo kuRehobhowam. 2 Kambe ke kwafika eli lizwi *likaNdikhoyo…

2 YEZIGANEKO 12

UShishaki uhlasela iJerusalem 1 Ke kaloku uRehobhowam akuba ewuzinzisile umbuso wakhe selomelele, wasuka yena noSirayeli ephela bawulahla umthetho *kaNdikhoyo. 2 Ngenxa yokunganyaniseki kwabo *kuNdikhoyo, uShishaki ukumkani waseJiputa wayihlasela iJerusalem xa…

2 YEZIGANEKO 13

UAbhiya ukumkani wakwaJuda 1 Ke kaloku ngonyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaJerobhowam, uAbhiya waba ngukumkani wakwaJuda, 2 waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahakaintombi kaUriyeli waseGibheya. Yayisoloko iyimfazwe phakathi koAbhiya…