2 YEZIGANEKO 24
UYowashe uhlaziya indlu kaThixo 1 Ukungena kwakhe ebukhosini uYowashe wayeneminyaka esixhenxe, waza ke walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha. 2 Ngalo lonke ixesha lombingeleli uJoyada uYowashe wenza…