2 YEZIGANEKO 34

UJosiya uchasa unqulo-zithixo 1 UJosiyawaqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. 2 Ke yena wênza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, ehamba ekhondweni likayise-mkhulu uDavide, enganxaxhi. 3 Kunyaka wesibhozo…

2 YEZIGANEKO 35

UJosiya ubhiyozela iPasika 1 Ke kaloku uJosiya wenzela *uNdikhoyo itheko *lePasika eJerusalem, laza ke ixhwane lePasika laxhelwa ngomhla weshumi elinesine ngenyanga yokuqala. 2 Ababingeleli wabamisela kwimisebenzi yabo, wabakhuthaza emsebenzini wendlu…

2 YEZIGANEKO 36

1 Ke abantu belizwe bathatha unyana kaJosiya, uYowahazi bammisela esikhundleni sikayise, wangukumkani eJerusalem. UYowahazi ukumkani wakwaJuda 2 UYowahazi wangena ekulawuleni eneminyaka emashumi mabini anantathu, waza ke wangukumkani eJerusalem iinyanga ezintathu….

UEZRA 1

UKoreshi ukhulula abathinjwa 1 Ngonyaka wokuqala kakumkani uKoreshiwasePeshiya, ukuzalisekisa amazwi awawathetha ngomlomo kaJeremiya,*uNdikhoyo wawuxhokonxa umoya kakumkani uKoreshi wasePeshiya, waza wawisa umthetho kuwo wonke ummandla wakhe, wayalela ukuba ubhalwe, kusithiwa: 2…

UEZRA 2

Uludwe lwabathinjwa ababuyileyo 1 Naba ke abantu bephondo lakwaJuda abâkhululwáyo ekuthinjweni kwelaseBhabheli, okuya babethinjwe ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Ke kaloku babuyela eJerusalem nakwaJuda, elowo waya kwidolophu yakowabo. 2 Babekhokelwe nguZerubhabheli, uYeshuwa,…

UEZRA 3

Ukuvuswa kweqonga lamadini 1 Ke kaloku yathi ifika inyanga yesixhenxe, aye amaSirayeli selezinzile kwiidolophu zawo. Ke bonke abantu baqokelelana eJerusalem. 2 UYeshuwa unyana kaJozadaki nabantakwabo ababingeleli kunye noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli…

UEZRA 4

Inkcaso mayela nokwakha 1 Ke iintshaba zikaJuda noBhenjamin zithe zakuva ukuba abo babuyileyo ekuthinjweni nâbo besakha indlu *kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, 2 zasuka zeza kuZerubhabheli neenkulu zezindlu, zathi kubo: “Nathi sifuna…

UEZRA 5

UTatenayi ubhalela uDariyo 1 Ke kaloku umshumayeli uHagayi*nomshumayeli uZakariyaumzukulwana kaIdo babeshumayela kwaJuda naseJerusalem egameni likaThixo kaSirayeli ophezu kwabo. 2 Ke uZerubhabheliunyana kaShelatiyeli noYeshuwa unyana kaJozadaki baphinda bawuqhubela phambili umsebenzi wokwakha…

UEZRA 6

Umyalelo kaDariyo 1 Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba kwenziwe uphando kumaxwebhu eembali awayegcinwe koovimba baseBhabheli. 2 Ke kaloku kwafumaneka umqulu komkhulu eAmeta kwiphondo lamaMedi. Kuwo ke kwakubhalwe kwathiwa: “Isikhumbuzo: 3…

UEZRA 7

Ukufika kukaEzra eJerusalem 1 Kamva ke, ngethuba lolawulo lukakumkani wasePeshiya uAtashasta,kwagaleleka uEzra, ephuma eBhabheli. UEzra lo wayengunyana kaSeraya, ka-Azariya, kaHilekiya, 2 kaShalum, kaZadoki, ka-Ahitubhi, 3 ka-Amariya, ka-Azariya, kaMerayoti, 4 kaZeraya,…