UYOBI 35

UElihu: Ùthetha amampunge 1 UElihu uqhube wathi: 2 “Ucinga ukuba bubulungisa na obu? Kaloku uthi: ‘Ndiya kugwetyelwa nguThixo.’ 3 Kanti ubhekisa kuThixo usithi: ‘Khon’ ukuba ndonile ke? Kundinceda ngani ukungoni?’…

UYOBI 36

UElihu: Jonga imimangaliso kaThixo 1 UElihu uqhube wathi: 2 “Kambe ke khawundinyamezele kancinci, kuba kusekho ekufuneka ndikuthethe ndimele uThixo. 3 Olwam ulwazi luvela kude; lucacisa ukuba uThixo, uMdali wam, lilungisa….

UYOBI 37

1 “Kuthi ke kwakuba njalo isuke igubhe intliziyo yam, ixhume endaweni yayo. 2 Khanikuve ukuzongoma kwelizwi lakhe, niphulaphule ukungqokola okuphuma emlonyeni wakhe. 3 Utshawuzisa imibane esibhakabhakeni, ayithumele eziphelweni zehlabathi. 4…

UYOBI 38

UNdikhoyo: Mna ndiza kubuza, wena ke uphendule 1 Ke *uNdikhoyo waphendula esesaqhwithini, wathetha noYobi wathi: 2 “Wena kuxa ungubani, ukuba ude ufune ukulenza mfiliba icebo lam? Mazwi mani wona la,…

UYOBI 39

1 “Ngaba uyalazi ixesha lokuzala kwamagogo asemaweni? Wakha walibona na inxala xa lifikelwa yinimba yokuzala? 2 Lithatha iinyanga ezingakanani lithwele, lize lifike nini ke ixesha lokuzala kwalo? 3 Uyalazi ukuba…

UYOBI 40

UNdikhoyo: Wena omangalela uThixo, phendula 1 *UNdikhoyo uqhube wathi kuYobi: 2 “Ngaba ufuna ukubambana noSomandla, usalatha iimpazamo zakhe? Wena omangalela uThixo, phendula.” UYobi: Ndosuka ndiwuthunge umlomo 3 Ke yena uYobi…

UYOBI 41

1 “Uthi ungaze uyilobe ingwenya,okanye ubambe ulwimi lwayo ngentambo? 2 Uthi ungaze uyifake intambo impumlo yayo, mhlawumbi uyithi qhoo imihlathi ngegwegwe? 3 Ucing’ ukuba ingaze itarhuzise kuwe? Uthi ingakukubongoza ngamazwi…

UYOBI 42

UYobi: Ndiyazisola 1 Ke kaloku uYobi uphendule *uNdikhoyo wenjenje: 2 “Ewe, ngoku ndiyaqonda ukuba wena unako ukufeza konke; konke okucebayo wena unako ukukwenza. 3 Bendingubani ukufuna ukulenza mfiliba icebo lakho,ndingenalwazi…

IINDUMISO 1

Ilungisa nomoni 1 Hayi inyhweba yomntu ongahambiyo ngecebo labantw’ abagwenxa, ongahambiyo ekhondweni lamatshijolo, umnt’ ongadlelaniyo nabaphoxisayo. 2 Lowo wonwatyiswa yimiyalelo *kaNdikhoyo, ayetyise emini nasebusuku. 3 Unjengomth’ otyalwe ngasemijelweni yamanzi, umth’…

IINDUMISO 2

UMthanjiswa kaThixo 1 Ngani na izizwe zisenza imbudumbudu nje? Ngani na abantu besenza amayelenqe azé nje? 2 Ookumkani bemi bume, neziphathamandla zenza amabhunga okuvukela *uNdikhoyo nomthanjiswa wakhe,besithi: 3 “Masiziqhawule ezo…