EYEZIQALO 41

UJosefu uchaza iphupha likakumkani 1 Kwadlula iminyaka yamibini, ukumkani waseJiputawaphupha emi ngakumlambo iNayile, 2 apho kwathi gqi iimazi zeenkomo ezityebileyo ezisixhenxe, ziphuma emlanjeni, zigramza apho phezu komlambo. 3 Kuthe thu…

EYEZIQALO 42

Abantakwabo-Josefu baya kuthenga ingqolowa eJiputa 1 UYakobi akuva ukuba iyafumaneka ingqolowa eJiputa, uthe koonyana bakhe: “Kutheni ninyabile nje? 2 Ndivile mna ukuba iyafumaneka eJiputa ingqolowa. Yiyani kuyithenga khona, singafi yindlala.”…

EYEZIQALO 43

Abakhuluwa bakaJosefu babuyela eJiputa behamba noBhenjamin 1 Yathath’ unyawo yona indlala eKanana. 2 Kuthe kwakuba kuphele ingqolowa kwaYakobi eyayize noonyana bakhe eJiputa, wathi kubo uyise: “Buyani niye kusithengela into etyiwayo.”…

EYEZIQALO 44

Ukulahleka kwendebe 1 UJosefu wathi kwisicaka esiyintloko emzini wakhe: “Zalisa ezi ngxowa zala madoda zithi ntli, uze ufake nemali yomntu ngamnye engxoweni yakhe, 2 ufake nendebe yam yesiliva ngaphezulu engxoweni…

EYEZIQALO 45

UJosefu uyazazisa kubantakwabo 1 UJosefu akabanga saba nako ukuzibamba. Wathi izicaka zakhe maziphume. Kwasala yena nabantakwabo. Wabaxelela ukuba ungubani na. 2 Watsho ngesikhalo esaviwa ngamaJiputa, lwaza olo mingi-mingi lwaya kutsho…

EYEZIQALO 46

UYakobi ufudukela eJiputa nomzi wakhe 1 USirayeli wathatha konke okwakhe wahamba, waya kutsho eBheshebha, apho wafika wenzela uThixo kayise uIsake idini. 2 UThixo wathetha naye ngephupha wathi: “Yakobi!” Wasabela uYakobi…

EYEZIQALO 47

UJosefu wazisa amawabo kukumkani 1 UJosefu ke waya kumbikela ukumkani,wathi: “Ubawo ufikile; uze nabo bonke abantakwethu, evela eKanana. Uze nako konke okwakhe, yaye nanko elinde eGoshen.” 2 UJosefu uthathe abahlanu…

EYEZIQALO 48

UYakobi uthamsanqelisa uEfrayim noManase 1 Emva kwexesha uJosefu waxelelwa ukuba uyise wayengaphilanga. Uthathe oonyana bakhe bobabini, uManase noEfrayim, waya nabo kuYakobi. 2 Akuva uSirayeli ukuba unyana wakhe uJosefu wayeze kumbona,…

EYEZIQALO 49

Umyolelo kaYakobi 1 UYakobi wabiza oonyana bakhe, wathi: “Sondelani ndinixelele ngekamva lenu: 2 “Ndingqongeni nibek’ iindlebe, zinto zikaYakobi; mbekeleni iindlebe uyihlo uSirayeli. 3 “URubhen lizibulo lam; ndazibon’ amandla ngaye; ubudoda…

EYEZIQALO 50

1 UJosefu waziphosa phezu koyise ekhala, wamanga. 2 Emva koko wayalela oogqirha ukuba bawuqhole umzimba kayise, ukuze ungonakali. Benjenjalo ke, bamqhola uSirayeli, 3 yaza loo nto yathatha amashumi amane eentsuku…