IINDUMISO 43
1 Ngamana wandigwebela, Thixo. Ewe, mandiphume phambili ekumangalelweni ngabantu abakuchasileyo. Ndihlangule kubantu abanamaqhinga nobuqhokolo. 2 Kaloku ùnguThixo endizimela ngaye. Ngani ke ukuba undilahle? Ngani ukuba ndihlale ndizibambe ngeenkophe ngenxa yokubandezelwa…