IINDUMISO 63
Ukulangazelela uThixo Umhobe kaDavide xa wayesentlango yelakwaJuda. 1 Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe. Umphefumlo wam uyakulangazelela. Ndihlala ndizula-zula ndikufuna; ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo. 2 Ndikuzingela phakathi *esibingelelweni,…