IINDUMISO 113

Ukuncoma ubulungisa bukaNdikhoyo 1 Aa! Bayethe, Mhlekazi! Ewe, mbongen’ *uNdikhoyo, zicaka zakhe; khanityibele nibong’ igama likaNdikhoyo. 2 Ewe, lelokubongwa lidunyiswe igama likaNdikhoyo, kusukela kalokunje kude kube nini-nini. 3 Kusukela empuma…

IINDUMISO 114

Umhobe *wePasika 1 Ke kaloku ekuphumeni kwamaSirayeli eJiputa, ewe, ekundulukeni kwendlu kaYakobi kwelasemzini, 2 uJuda waba libango *likaNdikhoyo, ke yena uSirayeli waba luhlanga lwakhe. 3 Luthe lungabona lwaswantsula ulwandle; kanti…

IINDUMISO 115

UThixo okukuphela kwakhe 1 Hayi bo! Mayingabi sithi, *Ndikhoyo; ewe, makudunyiswe igama lakho, ngenxa yezibele nokunyaniseka kwakho! 2 Ngani ukuba iintlanga zide zithi: “Uphi na lo Thixo wabo kakade?” 3…

IINDUMISO 116

Osindisiweyo ekufeni ubonga uThixo 1 *UNdikhoyo ndiyamthanda, kuba uyandiva; uyasabela ndakuzibika kuye. 2 Njengoko endiphulaphula nje, ndobhenela kuye xa ndisadl’ ubomi. 3 Izabatha zokufa zandibhijela, izoyikiso zelabafileyo zandikhonkxa; latsho laxubayela…

IINDUMISO 117

Izibongo zikaNdikhoyo 1 Dandulukani nibong’ *uNdikhoyo, nonke nina zintlanga! Mtyibeleni nimncome, nonke nina zizwe! 2 Kaloku izibele zakhe zibalasele ngakuthi; ibe ke uNdikhoyo wohlala enyanisekile kude kuse ephakadeni. Kungoko sisithi:…

IINDUMISO 118

Ukubulela ngenxa yobubele bukaThixo 1 Mdumiseni *uNdikhoyo, kuba elungile; izibele zakhe zohlala zihleli. 2 Ewe, makatsho uSirayeli athi: “Izibele zakhe soze zitshitshe.” 3 Ngokunjalo nendlu ka-Aron mayithi: “Ngenene izibele zakhe…

IINDUMISO 119

Ukulunga nokuthembeka kwemiyalelo kaThixo 1 Hay’ inyhweba yabantu abamsulwa; nditsho abo baziphatha ngokwemiyalelo *kaNdikhoyo. 2 Banoyolo abo bayithobelayo imfundiso kaNdikhoyo, abayilulamelayo ngomxhelo wabo wonke, 3 abantu abangabenziyo ububi, koko abahamba…

IINDUMISO 120

Ukucela uncedo Iculo labahambi. 1 Ndazibika *kuNdikhoyo ndixhwalekile; yena wandiva, wasabela. 2 Ndathi: “Mhlekazi, ndihlangule kumaxoki nakubakhohlisi.” 3 Nithi makenze ntoni ngani uThixo? Nisalindele ntoni eyenye, maxokindini, 4 ngaphandle kotolo…

IINDUMISO 121

UNdikhoyo umalusi wethu Iculo labahambi. 1 Amehlo am ndiwajongis’ enkalweni; yaz’ba lovela ngaphi na uncedo lwam? 2 Umncedi wam *nguNdikhoyo, yena ungumenzi wamazulu nehlabathi. 3 Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;…

IINDUMISO 122

Izibongo zeJerusalem Iculo likaDavide; lelabahambi. 1 Hay’ imincili endaba nayo basakuthi kum: “Masihambe siye endlwini *kaNdikhoyo.” 2 Naku ke ngoku iinyawo zethu zime bhuxe ngaphakathi kwamasango akho, Jerusalem. 3 Ke…