IZAFOBE 13
1 Unyana osisilumko uyayithobela ingqeqesho kayise; ke yena ongumgxeki akakufuni ukululekwa. 2 Umntu ufumana ulutho axhamle isiqhamo sokuthetha kwakhe; kambe ke wona umnqweno wabantu abanganyanisekanga bubundlobongela. 3 Lowo uwubopha ngomkhala…