AMAVA ENGQONDI 2
Iziyolo ngamampunge 1 Ke kaloku ndagqiba kwelithi: “Makhe ndilinge iziyolo, ndizonwabise, ndive ukuba kunjani na!” Kodwa ke ndafumanisa ukuba naloo nto ngamampunge. 2 Ukuhleka ndathi: “Bubuyatha;” iziyolo zona: “Ngaba zindizisela…
Iziyolo ngamampunge 1 Ke kaloku ndagqiba kwelithi: “Makhe ndilinge iziyolo, ndizonwabise, ndive ukuba kunjani na!” Kodwa ke ndafumanisa ukuba naloo nto ngamampunge. 2 Ukuhleka ndathi: “Bubuyatha;” iziyolo zona: “Ngaba zindizisela…
Yonke into inexesha layo 1 Yonke into inexesha layo; umbandela ngamnye unethuba lawo apha emhlabeni. 2 Ukuzalwa kunexesha lako, nokufa kunexesha lako. Likho ixesha lokutyala, likwakho nexesha lokuncothula. 3 Likho…
Ngubani endibulalekela yena? 1 Kwakhona ke ndathi ndakukhangela ndayibona ingcinezelo ekhoyo apha phantsi kwelanga. Awu, iinyembezi zabo bacinezelweyo; ibe ke kungekho namthuthuzeli! Ewe, akukho mntu ubathuthuzelayo, ibe ke bona abacinezeli…
Isilumkiso ngezithembiso 1 Lumka, ugqale ukunyathela kwakho xa usiya endlwini kaThixo. Xa usiya khona hamba ngeenjongo zokuphulaphula endaweni yokwenza amadini njengezityhakala ezingaziyo ukuba zenza ubugwenxa. 2 Qiqa phambi kokuba uthethe;…
1 Nabu obunye ububi endibubonileyo apha phantsi kwelanga, yaye buthe zinzi phezu kwabantu: 2 nditsho into yokuba umntu anikwe ubutyebi nguThixo, aze abe ngumfo omi kakuhle nohlonelwayo, ade angasweli nto…
Amagqabantshintshi ngobulumko 1 Igama elihle lilungile ngaphezu kwamafutha aqholiweyo. Umhla wokufa ulungile kunomhla wokuzalwa. 2 Kungcono uye emzini onesililo kunokuya emzini onetheko, kuba kaloku ukufa sisiphelo sabantu bonke. Ngoko ke…
1 Yaz’ba ngubani eso silumko singaziqondayo ezi zinto? Ngubani ongayichazayo intsingiselo yezi zinto? Kaloku ubulumko buyabuswabulula ubuso bomntu, atsho ayeke ukumatsheka. Makathotyelwe ukumkani 2 Mna ndithi mthobele ukumkani; kaloku wènze…
Oko ukwenzayo kwenze ngamandla 1 Ke kaloku ndithe ndisakuwuphonononga lo mbandela ndafumanisa ukuba izenzo zamalungisa kunye nezezilumko zisesandleni sikaThixo, phofu kungekho namntu waziyo nokuba ulindelwe luthando okanye ukuthiywa na. 2…
1 Iimpukane ezifileyo zingasonakalisa isiqholo sitsho sibile sinuke, ngokunjalo nentwana nje yobutyhakala ingabutshabhisa ubulumko ndawonye nesidima. 2 Intliziyo yesilumko isitsho sibe namandla; kanti ke eyesityhakala isitsho sibe buthathaka. 3 Noba…
Amacebo empumelelo 1 Kusebenzise oko unako; ngokuhamba kwexesha uya kufumana inzuzo. 2 Indyebo yakho yigcinise kwiindawo ezisixhenxe – ewe, noba zide zasibhozo – kuba kaloku akuyazi intlekele enokulihlela ihlabathi. 3…