UISAYA 12
Ingoma yokubulela 1 Ngaloo mini ke niya kudanduluka nisithi: “Ewe, ndiyakubulela, *Ndikhoyo, kuba nakuba ubundiqumbele suka wetha umsindo wakho, wajika wena wandithuthuzela. 2 Ngenene uThixo ngumsindisi wam; ndokholosa ngaye ndingenadyudyu….