UISAYA 52
IJerusalem yohlangulwa 1 Vuka! Vuka, Ziyon! Khawuvath’ amandla nokomelela; khawufak’ ezingayiwayo ngokundileka. Awu, Jerusalem, sixekondini esingcwele, kula masango soze babe sangena abangalukanganâbo *bagqwalisekileyo. 2 Vuk’ uvuthulul’ uthuli olo; mbanjwandini Jerusalem,…