UISAYA 62

Igama elitsha leZiyon 1 Ngenxa yeZiyon andinakuthi cwaka, ngenxa yeJerusalem andinakuthi tu, bude ubulungisa bayo butshisele njengomsobomvu, lude usindiso lwayo lukhanye njengesibane. 2 Izizwe zobubona ubulungisa bakhe, nabo bonke ookumkani…

UISAYA 63

Impindezelo nosindiso lukaNdikhoyo 1 Ngubani na lo uthi gqi kwaEdom? Ngubani na lo uthi nyalulu ngaseBhozera, lo uvathileyo, utsho ngezimfusa, lo unyalasa ngesidima nondiliseko? “Ndim kanye mna ndisindisa ngegunya; ndiyavakalisa…

UISAYA 64

1 Akwaba ubungawakrazul’ amazulu, uhle esibhakabhakeni, khon’ ukuze neentaba zitsho zinyikime, 2 kutsho kube ngathi ngumlilo weentsasa, kube ngathi ngumlilo ubilisa amanzi. Yiza, zitsho neentshaba zakho zikuqonde, nezizwe zitsho zingcangcazele…

UISAYA 65

Umgwebo nosindiso 1 *UNdikhoyo uthi: “Ndaba ngazibonakalisa kwathi nya. Kanti ndilindele abangandifuni nganto. Ndandisithi bokhala kum; kwathi kanti bona abakhw’ apho. Ndandikulungele ukuthi: ‘Yizani, ndim lo.’ Gxebe kanti sisizwe esingandinquliyo….

UISAYA 66

Umgwebo nenceba 1 *UNdikhoyo ke uthethe wenjenje: “Izulu lona likomkhulu lam; ihlabathi ke lona ngamathânga am. Ndluni ke leyo ningandakhela yona? Yiyiphi indawo endingade ndiphumle kuyo? 2 Kaloku zidalwe ndim…

UJEREMIYA 1

Isingeniso 1 Nalu udaba lukaJeremiya, unyana kaHilekiya, owayengomnye wababingeleli baseAnatoti kummandla wakwaBhenjamin. 2 Lamfikela ilizwi *likaNdikhoyo uJeremiya kunyaka weshumi elinantathu uJosiyaunyana ka-Amon engukumkani kwelakwaJuda, 3 nangexesha likaJoyakimunyana kaJosiya ukumkani wakwaJuda,…

UJEREMIYA 2

Ukunyaniseka kwamaSirayeli mhlamnene 1 Lavakala ilizwi *likaNdikhoyo lisithi kum: 2 “Hamba uluvakalise olu daba ezindlebeni zeJerusalem, uthi uNdikhoyo uthi: “ ‘Ndikhumbula ukuzimisela kwakho ebutsheni bakho, ukundithanda kwakho usengumtshakazi, ukundilandela kwakho…

UJEREMIYA 3

Ukungathembeki kukaSirayeli 1 “Xa indoda imalile umkayo, aze yena emke aye kwendela kwenye indoda, ngaba ingaphinda ibuyele kuye? Ngaba ilizwe lobe lingaxajelwanga ngokupheleleyo? Hayi bo! Ubhatyaze nezithandwa zakho ezininzi, Sirayeli,…

UJEREMIYA 4

USirayeli makaguquke 1 “Ukuba ngaba uyaguquka, Sirayeli, guqukela kum, kutsho mna *Ndikhoyo. Ukuba uyazisusa emehlweni am izithixo zakho ezilizothe, ungabi sakreqa; 2 ukuba ufunga usithi: ‘Ekho nje uNdikhoyo,’ ube ke…

UJEREMIYA 5

Akukho namnye ulilungisa 1 Uthi *uNdikhoyo: “Zityhutyheni izitalato zeJerusalem, nikhangele nigqale, nizigocagoce iindawo zembutho, nibone ukuba ngaba kukho mntu na olilungisa nonyanisekileyo. Ukuba ngaba ukho nokuba mnye ndoyixolela. 2 Nokuba…