UJEREMIYA 6
Ukungqingwa kweJerusalem 1 “Balekani nisabe, bantu bakwaBhenjamin, niyishiy’ iJerusalem! Vuthelani isigodlo eTekowa, nenz’ umqondiso phezu kweBhete-hakerem ngomlilo. Kub’ intlekele evela ngasentla igalelekile, ngokunjalo nentshabalalo engathethekiyo. 2 Intombi eyiZiyon ndiyifanisa nedlelo…