UJEREMIYA 16
Isilumkiso sikaNdikhoyo 1 Lavakala kum ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Uze ungakhe uzeke mfazi, uzale oonyana neentombi kule ndawo. 3 Ngokusingisele koonyana neentombi zalapha, kunye noonina nooyise babo, utsho uNdikhoyo ukuthi:…
Isilumkiso sikaNdikhoyo 1 Lavakala kum ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Uze ungakhe uzeke mfazi, uzale oonyana neentombi kule ndawo. 3 Ngokusingisele koonyana neentombi zalapha, kunye noonina nooyise babo, utsho uNdikhoyo ukuthi:…
Isono sikaJuda 1 *UNdikhoyo uthi: “Isono sakho, Juda, sikrolwe ngepensile yentsimbi, saqoqwa ngencam yelitye lenyengane ecwecweni lentliziyo yakho, nasezikoneni zamaqonga akho. 2 Esi sono sisakhunjulwa ngoonyana bakho. Bayawakhumbula amaqonga esithixokazi…
UJeremiya emzini wombumbi 1 Lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Phakama uye emzini wombumbi; apho ndokwazisa udaba lwam.” 3 Ndaya emzini wombumbi, ndafika esebenza elityeni lakhe. 4 Kwakuthi yakungabumbeki kakuhle…
Ingqayi eqhekekileyo 1 Wathi *uNdikhoyo: “Yiya kuthenga ingqayi yodongwe kumbumbi. Hamba kunye neqela lamadoda amakhulu abantu, kunye neqela lamadoda amakhulu angababingeleli, 2 uye kuphuma ngesango ekuthiwa nguNgceba zeeNgqayi, eli lijonge…
UJeremiya noPashure umbingeleli 1 Umbingeleli uPashure unyana kaImeri, owayengusomaqhuzu endlwini *kaNdikhoyo, uthe akuweva la mazwi, 2 wathi umshumayeli uJeremiya makakatswe, akhonkxwe iinyawo ngezikhuni ngakwisango elingasentla lendlu kaNdikhoyo ekuthiwa lelikaBhenjamin. 3…
UThixo ukhaba isicelo sikaZedekiya 1 Ilizwi *likaNdikhoyo lavakala kuJeremiya mhla uPashure unyana kaMalkiya, kunye nombingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, bathunywayo kuye ngukumkani uZedekiya, besithi: 2 “Khawusibuzele kuNdikhoyo. Kaloku ukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli…
Isigwebo sokumkani wakwaJuda 1 Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Yiya ebhotwe lokumkani wakwaJuda, khona uthethe eli lizwi uthi: 2 ‘Libekele indlebe ilizwi likaNdikhoyo, kumkani ohleli esihlalweni sikaDavide – nditsho wena, namaphakathi akho,…
Ukumkani olilungisa 1 “Mawoo kubo abelusi abatshabalalisa imihlambi yedlelo lam!” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. 2 Utsho ke ngoko uNdikhoyo onguThixo kaSirayeli kwabo belusi ukuthi: “Ngenxa yokuba imihlambi yam niyichithe nayithi saa,…
Iingobozi ezimbini zamakhiwane 1 *UNdikhoyo wandibonisa iingobozi ezimbini zamakhiwane zibekwe ngaphambi kwendlu kaNdikhoyo. Le nto yehla emveni kokuba ukumkani uJekoniyaunyana kaJoyakim, kunye neziphathamandla, namagcisa, nabasebenzi bentsimbi bakwaJuda, bathinjwayo ngukumkani uNebhukadenezare…
Amashumi asixhenxe eminyaka yokuthinjwa 1 Kunyaka wesine ukumkani uJoyakim,unyana kaJosiya, elawula kwaJuda, lavakala ilizwi kuJeremiya, livela *kuNdikhoyo, limayela nabantu bakwaJuda xa bebonke. Lo yayingunyaka wokuqala uNebhukadenezare elawula eBhabheli. 2 UJeremiya…