UJEREMIYA 46
Udaba malunga neJiputa 1 Nanga amazwi *kaNdikhoyo awawabhekisa kwiintlanga ngomshumayeli uJeremiya. 2 Udaba oluya eJiputaluphathelele kumkhosi kakumkani uNeko waseJiputaowemisa eKarkemishe ngakumlambo iEfrati, wona waswantsuliswa ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli ngonyaka wesine ukumkani…